The Quran in Xhosa - Surah Fatiha translated into Xhosa, Surah Al-Fatihah in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Fatiha in Xhosa - الكسوزا, Verses 7 - Surah Number 1 - Page 1.
بِسْمِ اللَّهِ الرَّحْمَٰنِ الرَّحِيمِ (1) Egameni lika-Allâh1, uSolubabalo, uSozinceba |
الْحَمْدُ لِلَّهِ رَبِّ الْعَالَمِينَ (2) Iindumiso (zonke) mazibe kuAllah iNkosi, uMlondolozi wamazwe |
الرَّحْمَٰنِ الرَّحِيمِ (3) USolubabalo, uSozinceba |
مَالِكِ يَوْمِ الدِّينِ (4) UMlawuli weMini yoMgwebo |
إِيَّاكَ نَعْبُدُ وَإِيَّاكَ نَسْتَعِينُ (5) NguWe (Wedwa) esiMnqulayo, nguWe Wedwa esicela uncedo kuYe |
اهْدِنَا الصِّرَاطَ الْمُسْتَقِيمَ (6) Sikhokelele eNdleleni ethe Tye |
صِرَاطَ الَّذِينَ أَنْعَمْتَ عَلَيْهِمْ غَيْرِ الْمَغْضُوبِ عَلَيْهِمْ وَلَا الضَّالِّينَ (7) INdlela yabo uBabalo lwaKho lwaba phezu kwabo, hayi kweyabo ingqumbo (yaKho) yaba phezu kwabo, ingabi yiyo neyabo balahlekayo. Aamîn |