The Quran in Xhosa - Surah Qariah translated into Xhosa, Surah Al-Qariah in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Qariah in Xhosa - الكسوزا, Verses 11 - Surah Number 101 - Page 600.
الْقَارِعَةُ (1) (IYure) yesiThonga |
مَا الْقَارِعَةُ (2) Yintoni na (iYure) yesiThonga |
وَمَا أَدْرَاكَ مَا الْقَارِعَةُ (3) Kananjalo yintoni na enokukuchazela okokuba iyintoni na iYure yesiThonga |
يَوْمَ يَكُونُ النَّاسُ كَالْفَرَاشِ الْمَبْثُوثِ (4) YiMini apho abantu baya kuthi saa njengamabhabhathane |
وَتَكُونُ الْجِبَالُ كَالْعِهْنِ الْمَنفُوشِ (5) Iintaba zibe njengoboya obucazululweyo |
فَأَمَّا مَن ثَقُلَتْ مَوَازِينُهُ (6) Lowo uzenzo zakhe ziya kufunyaniswa zinobunzima esikalini |
فَهُوَ فِي عِيشَةٍ رَّاضِيَةٍ (7) Uya kuba sebomini obumnandi (ePaladesi) |
وَأَمَّا مَنْ خَفَّتْ مَوَازِينُهُ (8) Ke lowo uzenzo zakhe ziya kufunyaniswa zilula esikalini |
فَأُمُّهُ هَاوِيَةٌ (9) Ikhaya lakhe liya kuba senzonzobileni (esiHogweni) |
وَمَا أَدْرَاكَ مَا هِيَهْ (10) Yintoni na enokukuchazela okokuba iyintoni na inzonzobila |
نَارٌ حَامِيَةٌ (11) NguMlilo odwanguzayo |