The Quran in Xhosa - Surah Al Asr translated into Xhosa, Surah Al-Asr in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Al Asr in Xhosa - الكسوزا, Verses 3 - Surah Number 103 - Page 601.
وَالْعَصْرِ (1) Nidfunga ngexesha |
إِنَّ الْإِنسَانَ لَفِي خُسْرٍ (2) Inene umntu usekulahlekeni |
إِلَّا الَّذِينَ آمَنُوا وَعَمِلُوا الصَّالِحَاتِ وَتَوَاصَوْا بِالْحَقِّ وَتَوَاصَوْا بِالصَّبْرِ (3) Ngaphandle kwabo bakholwayo, benza izenzo zobulungisa, bafundisane ngenyaniso, bafundisane nangomonde |