The Quran in Xhosa - Surah Humazah translated into Xhosa, Surah Al-Humazah in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Humazah in Xhosa - الكسوزا, Verses 9 - Surah Number 104 - Page 601.
وَيْلٌ لِّكُلِّ هُمَزَةٍ لُّمَزَةٍ (1) Yeha kuye wonke (umntu) oyintlebi ohlebayo |
الَّذِي جَمَعَ مَالًا وَعَدَّدَهُ (2) Oqokelele ubutyebi wabufumba |
يَحْسَبُ أَنَّ مَالَهُ أَخْلَدَهُ (3) Ecinga ukuba ubutyebi bakhe buza kumenza aphile ngonaphakade |
كَلَّا ۖ لَيُنبَذَنَّ فِي الْحُطَمَةِ (4) Nakanye! Uya kuphoswa koko kuqhawula (izinto) zibe zizicwibi |
وَمَا أَدْرَاكَ مَا الْحُطَمَةُ (5) Yintoni na enokukuchazela okokuba yintoni na eqhawula (izinto) zibe zizicwibi |
نَارُ اللَّهِ الْمُوقَدَةُ (6) NguMlilo ka-Allâh osele uphenjiwe |
الَّتِي تَطَّلِعُ عَلَى الْأَفْئِدَةِ (7) Olwatyuza uye kutsho ezintliziyweni |
إِنَّهَا عَلَيْهِم مُّؤْصَدَةٌ (8) Inene (uMlilo) uya kubagubungela |
فِي عَمَدٍ مُّمَدَّدَةٍ (9) uziintsika ezolulwe zande |