The Quran in Xhosa - Surah Quraysh translated into Xhosa, Surah Quraysh in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Quraysh in Xhosa - الكسوزا, Verses 4 - Surah Number 106 - Page 602.
لِإِيلَافِ قُرَيْشٍ (1) Ngenxa yolulanyiso lwama’Kuraysh |
إِيلَافِهِمْ رِحْلَةَ الشِّتَاءِ وَالصَّيْفِ (2) Ekuwalulamiseni Senza iinqwelo zawo zorhwebo ziphume ebusika nasehlotyeni |
فَلْيَعْبُدُوا رَبَّ هَٰذَا الْبَيْتِ (3) Ngoko ke makanqule iNkosi yalo Mzi |
الَّذِي أَطْعَمَهُم مِّن جُوعٍ وَآمَنَهُم مِّنْ خَوْفٍ (4) Ewondlileyo, Yawasindisa endlaleni, Yawakhusela naseloyikweni |