The Quran in Xhosa - Surah Al Fil translated into Xhosa, Surah Al-Fil in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Al Fil in Xhosa - الكسوزا, Verses 5 - Surah Number 105 - Page 601.
أَلَمْ تَرَ كَيْفَ فَعَلَ رَبُّكَ بِأَصْحَابِ الْفِيلِ (1) Awubonanga na ukuba iNkosi yakho Yenza njani na ngabanini ndlovu |
أَلَمْ يَجْعَلْ كَيْدَهُمْ فِي تَضْلِيلٍ (2) Ayizanga Ilenze liphanze na icebo labo |
وَأَرْسَلَ عَلَيْهِمْ طَيْرًا أَبَابِيلَ (3) Yathumela ibubu leentaka phezu kwabo |
تَرْمِيهِم بِحِجَارَةٍ مِّن سِجِّيلٍ (4) Ezababetha ngamatye odongwe olutshisiweyo |
فَجَعَلَهُمْ كَعَصْفٍ مَّأْكُولٍ (5) Yabenza banjengezala lentsimi elibhuqabhuqwe (ziinkomo) |