The Quran in Xhosa - Surah Nasr translated into Xhosa, Surah An-Nasr in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Nasr in Xhosa - الكسوزا, Verses 3 - Surah Number 110 - Page 603.
إِذَا جَاءَ نَصْرُ اللَّهِ وَالْفَتْحُ (1) Lwakufika uNcedo luka-Allâh noloyiso |
وَرَأَيْتَ النَّاسَ يَدْخُلُونَ فِي دِينِ اللَّهِ أَفْوَاجًا (2) Uze ubone abantu bengena enkolweni ka-Allâh (i-Islam) beziindimbane |
فَسَبِّحْ بِحَمْدِ رَبِّكَ وَاسْتَغْفِرْهُ ۚ إِنَّهُ كَانَ تَوَّابًا (3) Zukisa iNkosi yakho ke ngoko ngendumiso, ucele itarhu (kuYo). Inene Yona nguMxoleli Ohlala Esamkela inguquko |