The Quran in Xhosa - Surah Masad translated into Xhosa, Surah Al-Masad in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Masad in Xhosa - الكسوزا, Verses 5 - Surah Number 111 - Page 603.
تَبَّتْ يَدَا أَبِي لَهَبٍ وَتَبَّ (1) Mazitshabalale zombini izandla zika-Abû Lahab, (naye) atshabalale |
مَا أَغْنَىٰ عَنْهُ مَالُهُ وَمَا كَسَبَ (2) Ubutyebi bakhe nabantwana bakhe bungamncedi nganto |
سَيَصْلَىٰ نَارًا ذَاتَ لَهَبٍ (3) Uza kutsha edangatyeni loMlilo odwanguzayo |
وَامْرَأَتُهُ حَمَّالَةَ الْحَطَبِ (4) Nomfazi wakhe, umthwalikazi weenkuni |
فِي جِيدِهَا حَبْلٌ مِّن مَّسَدٍ (5) Entanyeni yakhe uya kuqanyangelwa ngentambo yomthi wesundu |