The Quran in Xhosa - Surah Falaq translated into Xhosa, Surah Al-Falaq in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Falaq in Xhosa - الكسوزا, Verses 5 - Surah Number 113 - Page 604.
قُلْ أَعُوذُ بِرَبِّ الْفَلَقِ (1) Yithi: Ndicela ukhuseleko ngeNkosi yoms’obomvu |
مِن شَرِّ مَا خَلَقَ (2) Ekungcoleni kwezinto ezidaliweyo |
وَمِن شَرِّ غَاسِقٍ إِذَا وَقَبَ (3) Ekungcoleni kobumnyama njengoko busanda |
وَمِن شَرِّ النَّفَّاثَاتِ فِي الْعُقَدِ (4) Ekungcoleni kwabo benza ukuthakatha |
وَمِن شَرِّ حَاسِدٍ إِذَا حَسَدَ (5) Nasekungcoleni kwalowo wenza umona njengoko esenza umona |