The Quran in Xhosa - Surah An Nas translated into Xhosa, Surah An-Nas in Xhosa. We provide accurate translation of Surah An Nas in Xhosa - الكسوزا, Verses 6 - Surah Number 114 - Page 604.
قُلْ أَعُوذُ بِرَبِّ النَّاسِ (1) Yithi: Ndicela ukhuseleko ngeNkosi yoluntu |
مَلِكِ النَّاسِ (2) UKumkani woluntu |
إِلَٰهِ النَّاسِ (3) UThixo woluntu |
مِن شَرِّ الْوَسْوَاسِ الْخَنَّاسِ (4) Ekungcoleni komsebezi wokungcola orhoxayo (emva kokusebeza) kwakhe |
الَّذِي يُوَسْوِسُ فِي صُدُورِ النَّاسِ (5) Lowo usebeza ezintliziyweni zoluntu |
مِنَ الْجِنَّةِ وَالنَّاسِ (6) Phakathi kweejinni naphakathi koluntu |