The Quran in Xhosa - Surah Duha translated into Xhosa, Surah Ad-Dhuha in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Duha in Xhosa - الكسوزا, Verses 11 - Surah Number 93 - Page 596.
وَالضُّحَىٰ (1) Ndifunga ngesandulela semini |
وَاللَّيْلِ إِذَا سَجَىٰ (2) Nangobusuku xa bufiphala (buzolile) |
مَا وَدَّعَكَ رَبُّكَ وَمَا قَلَىٰ (3) INkosi yakho (Muhammad) Ayikushiyanga, (futhi) Ayikuchasanga |
وَلَلْآخِرَةُ خَيْرٌ لَّكَ مِنَ الْأُولَىٰ (4) Inene uBomi oBuzayo bobona bulungileyo kunobu (bomi balo mhlaba) |
وَلَسَوْفَ يُعْطِيكَ رَبُّكَ فَتَرْضَىٰ (5) Yaye inene iNkosi yakho Iya kukunika (konke okulungileyo) ukuze wena waneliseke |
أَلَمْ يَجِدْكَ يَتِيمًا فَآوَىٰ (6) Yayingakufumananga uyinkedama na, Yakunika ukhuseleko |
وَوَجَدَكَ ضَالًّا فَهَدَىٰ (7) Yakufumana kananjalo ulahlekile, Yakukhokela |
وَوَجَدَكَ عَائِلًا فَأَغْنَىٰ (8) Yakufumana ulihlwempu Yakwenza isityebi |
فَأَمَّا الْيَتِيمَ فَلَا تَقْهَرْ (9) Ngoko ke ungayiphathi kakubi inkedama |
وَأَمَّا السَّائِلَ فَلَا تَنْهَرْ (10) Ungaligxothi nengqiba |
وَأَمَّا بِنِعْمَةِ رَبِّكَ فَحَدِّثْ (11) Uvakalise uBabalo lweNkosi yakho |