×

Surah Al-Qiyamah in Xhosa

Quran Xhosa ⮕ Surah Qiyamah

Translation of the Meanings of Surah Qiyamah in Xhosa - الكسوزا

The Quran in Xhosa - Surah Qiyamah translated into Xhosa, Surah Al-Qiyamah in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Qiyamah in Xhosa - الكسوزا, Verses 40 - Surah Number 75 - Page 577.

بسم الله الرحمن الرحيم

لَا أُقْسِمُ بِيَوْمِ الْقِيَامَةِ (1)
Ndifunga ngeMini yoVuko
وَلَا أُقْسِمُ بِالنَّفْسِ اللَّوَّامَةِ (2)
Nangomphefumlo okhalimayo
أَيَحْسَبُ الْإِنسَانُ أَلَّن نَّجْمَعَ عِظَامَهُ (3)
Ingaba umntu (lo) ucinga ukuba Asiyi kuwadibanisa na amathambo akhe
بَلَىٰ قَادِرِينَ عَلَىٰ أَن نُّسَوِّيَ بَنَانَهُ (4)
Ewe nje Siyakwazi Thina nokumisa ngendlela iintupha zeminwe yakhe
بَلْ يُرِيدُ الْإِنسَانُ لِيَفْجُرَ أَمَامَهُ (5)
Kodwa umntu unqwenela ukuqhubekela phambili nokwenza isono
يَسْأَلُ أَيَّانَ يَوْمُ الْقِيَامَةِ (6)
(Ude) abuze: “Inini na iMini YoVuko?”
فَإِذَا بَرِقَ الْبَصَرُ (7)
Ke kaloku xa ukubona2 (kwabo) kuphandliwe
وَخَسَفَ الْقَمَرُ (8)
Nenyanga iba mnyama
وَجُمِعَ الشَّمْسُ وَالْقَمَرُ (9)
Ilanga nenyanga zidityanisiwe
يَقُولُ الْإِنسَانُ يَوْمَئِذٍ أَيْنَ الْمَفَرُّ (10)
Umntu uya kuthi ngalooMini: “Iphi na indawo yokubalekela?”
كَلَّا لَا وَزَرَ (11)
Nakanye! Akuyi kubakho ndawo yakhuseleko
إِلَىٰ رَبِّكَ يَوْمَئِذٍ الْمُسْتَقَرُّ (12)
ENkosini yakho ngaloo Mini kuya kubakho (indawo yokuphumla) yanaphakade
يُنَبَّأُ الْإِنسَانُ يَوْمَئِذٍ بِمَا قَدَّمَ وَأَخَّرَ (13)
Umntu ngaloo Mini uya kuchazelwa ngoko wakhokelisa ngako (okuzizenzo) nawakunkonyayo, (akanikela ngako)
بَلِ الْإِنسَانُ عَلَىٰ نَفْسِهِ بَصِيرَةٌ (14)
Ke kaloku umntu uya kuba lingqina (elaneleyo) ngokuchasene nesiqu sakhe
وَلَوْ أَلْقَىٰ مَعَاذِيرَهُ (15)
Kanti nokuba sele ezithethelela
لَا تُحَرِّكْ بِهِ لِسَانَكَ لِتَعْجَلَ بِهِ (16)
(Wena ke Muhammad) unganyakazisi ulwimi lwakho ngayo3 (i’Kur’ân), ungxame ngayo
إِنَّ عَلَيْنَا جَمْعَهُ وَقُرْآنَهُ (17)
InenekuxhomekekekuThiukuqokelelwakwayo(entliziyweni yakho) nokucengcelezwa kwayo
فَإِذَا قَرَأْنَاهُ فَاتَّبِعْ قُرْآنَهُ (18)
Ke kaloku SiSakuyicengceleza (ngoJibrîl) wena landela ucengcelezo lwayo
ثُمَّ إِنَّ عَلَيْنَا بَيَانَهُ (19)
Kananjalo kukuThi ukucaciswa kwayo (kuwe)
كَلَّا بَلْ تُحِبُّونَ الْعَاجِلَةَ (20)
Nakanye! Nina (bantu) nithanda ukungxamela obu bomi
وَتَذَرُونَ الْآخِرَةَ (21)
Nibuyeke uBomi oBuzayo
وُجُوهٌ يَوْمَئِذٍ نَّاضِرَةٌ (22)
Ubuso babanye ngaloo Mini buya kukhazimla
إِلَىٰ رَبِّهَا نَاظِرَةٌ (23)
Bejonge eNkosini yabo
وَوُجُوهٌ يَوْمَئِذٍ بَاسِرَةٌ (24)
Ubuso babanye ngaloo Mini buya kumatsheka (buxwebe)
تَظُنُّ أَن يُفْعَلَ بِهَا فَاقِرَةٌ (25)
Belindele ukuba baza kuhlelwa lilishwa phezu kwabo
كَلَّا إِذَا بَلَغَتِ التَّرَاقِيَ (26)
Nakanye! Xa umphefumlo ufika kugovane, (kofayo)
وَقِيلَ مَنْ ۜ رَاقٍ (27)
Kuye kuthiwe: “Ngubani na oza kumphilisa (amsindise ekufeni)?”
وَظَنَّ أَنَّهُ الْفِرَاقُ (28)
Ke kaloku yena (ofayo) uye aqonde okokuba (sele ilixesha lakhe) lokuhamba (kulo mhlaba)
وَالْتَفَّتِ السَّاقُ بِالسَّاقِ (29)
Kananjalo omnye umlenze uye udityaniswe nomnye [wambathiswe ingubo yokufa (ikafan]
إِلَىٰ رَبِّكَ يَوْمَئِذٍ الْمَسَاقُ (30)
Ihambo ngaloo Mini ibhekisa eNkosini yakho (uAllâh)
فَلَا صَدَّقَ وَلَا صَلَّىٰ (31)
Ngoko ke ongakholwayo akazanga anikele (kumalizo) engazanga wathandaza nakuthandaza
وَلَٰكِن كَذَّبَ وَتَوَلَّىٰ (32)
Kodwa endaweni yoko waphika watshikila
ثُمَّ ذَهَبَ إِلَىٰ أَهْلِهِ يَتَمَطَّىٰ (33)
Emva koko waya kubantu bakubo ehamba ngokuzingca (ngokuqhayisa)
أَوْلَىٰ لَكَ فَأَوْلَىٰ (34)
Yeha kuwe (mntu ungakholwayo), yeha
ثُمَّ أَوْلَىٰ لَكَ فَأَوْلَىٰ (35)
Kwakhona yeha kuwe mntu ungakholawayo, yeha
أَيَحْسَبُ الْإِنسَانُ أَن يُتْرَكَ سُدًى (36)
Umntu (lo) ucinga ukuba uza kuyekwa yedwa angahoywa na
أَلَمْ يَكُ نُطْفَةً مِّن مَّنِيٍّ يُمْنَىٰ (37)
Wayengazanga waba liqabaza elivela kulwelo lwembewu yomntu na
ثُمَّ كَانَ عَلَقَةً فَخَلَقَ فَسَوَّىٰ (38)
Waza waba lihlwili elinamatheleyo, uAllâh Wadala isimo sakhe Wamlinganisela
فَجَعَلَ مِنْهُ الزَّوْجَيْنِ الذَّكَرَ وَالْأُنثَىٰ (39)
Wazangayewenzaabalinganeababini, oyindodanowasetyhini
أَلَيْسَ ذَٰلِكَ بِقَادِرٍ عَلَىٰ أَن يُحْيِيَ الْمَوْتَىٰ (40)
Ingaba loo (Mdali) akakwazi ukunika bomi kwabafileyo na
❮ Previous Next ❯

Surahs from Quran :

1- Fatiha2- Baqarah
3- Al Imran4- Nisa
5- Maidah6- Anam
7- Araf8- Anfal
9- Tawbah10- Yunus
11- Hud12- Yusuf
13- Raad14- Ibrahim
15- Hijr16- Nahl
17- Al Isra18- Kahf
19- Maryam20- TaHa
21- Anbiya22- Hajj
23- Muminun24- An Nur
25- Furqan26- Shuara
27- Naml28- Qasas
29- Ankabut30- Rum
31- Luqman32- Sajdah
33- Ahzab34- Saba
35- Fatir36- Yasin
37- Assaaffat38- Sad
39- Zumar40- Ghafir
41- Fussilat42- shura
43- Zukhruf44- Ad Dukhaan
45- Jathiyah46- Ahqaf
47- Muhammad48- Al Fath
49- Hujurat50- Qaf
51- zariyat52- Tur
53- Najm54- Al Qamar
55- Rahman56- Waqiah
57- Hadid58- Mujadilah
59- Al Hashr60- Mumtahina
61- Saff62- Jumuah
63- Munafiqun64- Taghabun
65- Talaq66- Tahrim
67- Mulk68- Qalam
69- Al-Haqqah70- Maarij
71- Nuh72- Jinn
73- Muzammil74- Muddathir
75- Qiyamah76- Insan
77- Mursalat78- An Naba
79- Naziat80- Abasa
81- Takwir82- Infitar
83- Mutaffifin84- Inshiqaq
85- Buruj86- Tariq
87- Al Ala88- Ghashiya
89- Fajr90- Al Balad
91- Shams92- Lail
93- Duha94- Sharh
95- Tin96- Al Alaq
97- Qadr98- Bayyinah
99- Zalzalah100- Adiyat
101- Qariah102- Takathur
103- Al Asr104- Humazah
105- Al Fil106- Quraysh
107- Maun108- Kawthar
109- Kafirun110- Nasr
111- Masad112- Ikhlas
113- Falaq114- An Nas