×

Surah An-Naziat in Xhosa

Quran Xhosa ⮕ Surah Naziat

Translation of the Meanings of Surah Naziat in Xhosa - الكسوزا

The Quran in Xhosa - Surah Naziat translated into Xhosa, Surah An-Naziat in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Naziat in Xhosa - الكسوزا, Verses 46 - Surah Number 79 - Page 583.

بسم الله الرحمن الرحيم

وَالنَّازِعَاتِ غَرْقًا (1)
Ndifunga ngezo (ngelosi) zirhola (imiphefumlo yabangcolileyo), ngokurhabaxa
وَالنَّاشِطَاتِ نَشْطًا (2)
Nangezo zirhola (imiphefumlo yamalungisa) ngocoselelo
وَالسَّابِحَاتِ سَبْحًا (3)
Nangezo ziphaphazela, zindande (zithunywa imiyalezo yenceba)
فَالسَّابِقَاتِ سَبْقًا (4)
Zingxamele phambili ngokungathi ziselugqatsweni
فَالْمُدَبِّرَاتِ أَمْرًا (5)
Zide zicwangcise (imiyalelo yeNkosi yazo) (xa kukhala iXilongo)
يَوْمَ تَرْجُفُ الرَّاجِفَةُ (6)
NgeMini ukuvuthelwa (kweXilongo lokuqala) kuya kudlokovisa (indalo)
تَتْبَعُهَا الرَّادِفَةُ (7)
Kulandele intshukumo emva kwentshukumo (xa kukhala elesibini)
قُلُوبٌ يَوْمَئِذٍ وَاجِفَةٌ (8)
Iintliziyo ziya kubetha kabuhlungu ngaloo Mini
أَبْصَارُهَا خَاشِعَةٌ (9)
Amehlo abe buthathaka (ondele phantsi)
يَقُولُونَ أَإِنَّا لَمَرْدُودُونَ فِي الْحَافِرَةِ (10)
Bathi: “Ingaba ngenene siza kubuyiselwa kwimo yethu yamandulo na
أَإِذَا كُنَّا عِظَامًا نَّخِرَةً (11)
Nokuba sele singamathambo abolileyo?”
قَالُوا تِلْكَ إِذًا كَرَّةٌ خَاسِرَةٌ (12)
Bathi: “Okokuba kunjalo, kuya kuba kukubuya okunelahleko (oko).”
فَإِنَّمَا هِيَ زَجْرَةٌ وَاحِدَةٌ (13)
Inene, iya kuba sisikhalo esinye (seXilongo)
فَإِذَا هُم بِالسَّاهِرَةِ (14)
Yabonani, baya kutyekezelwa ngaphandle (kwamangcwaba abo)
هَلْ أَتَاكَ حَدِيثُ مُوسَىٰ (15)
Ingaba sele lifikile na ibali likaMûsâ kuwe
إِذْ نَادَاهُ رَبُّهُ بِالْوَادِ الْمُقَدَّسِ طُوًى (16)
Xa iNkosi yakhe Yaye Yambiza kwintili (engcwele) yaseTuwâ
اذْهَبْ إِلَىٰ فِرْعَوْنَ إِنَّهُ طَغَىٰ (17)
(Yathi kuye): “Yiya kuFir’awn kuba sele egabadele!”
فَقُلْ هَل لَّكَ إِلَىٰ أَن تَزَكَّىٰ (18)
Uthi kuye: “Akungethandi na ukuhlambuluka ezonweni
وَأَهْدِيَكَ إِلَىٰ رَبِّكَ فَتَخْشَىٰ (19)
Nokuba ndikukhokelele eNkosini yakho ukuze uYoyike?”
فَأَرَاهُ الْآيَةَ الْكُبْرَىٰ (20)
Ngoko (UMûsâ) wambonisa umqondiso omkhulu
فَكَذَّبَ وَعَصَىٰ (21)
Kodwa uFir’awn akawamkela umqondiso, akasithobela nesikhokelo
ثُمَّ أَدْبَرَ يَسْعَىٰ (22)
Emvakokowatshikila,wafulathelawazabalaza(ngokuchasene nomyalezo kaMûsâ)
فَحَشَرَ فَنَادَىٰ (23)
Wahlanganisa abantu bakhe, wenza isimemezo
فَقَالَ أَنَا رَبُّكُمُ الْأَعْلَىٰ (24)
Wathi: “Mna ndiyinkosi yenu ephezulu”
فَأَخَذَهُ اللَّهُ نَكَالَ الْآخِرَةِ وَالْأُولَىٰ (25)
Kodwa uAllâh Wamhlasela, Wenza umzekelo ngaye kobu bomi nakuBomi oBuzayo
إِنَّ فِي ذَٰلِكَ لَعِبْرَةً لِّمَن يَخْشَىٰ (26)
Inene kule mbali kukho isifundo sakhe nabani na omoyikayo uAllâh
أَأَنتُمْ أَشَدُّ خَلْقًا أَمِ السَّمَاءُ ۚ بَنَاهَا (27)
Kunzima na ukudala nina kunezulu eliphezulu Alakhileyo
رَفَعَ سَمْكَهَا فَسَوَّاهَا (28)
Uluphakamisile uphahla lwalo, Walicwangcisa, Walinika imfezeko
وَأَغْطَشَ لَيْلَهَا وَأَخْرَجَ ضُحَاهَا (29)
Ugqume ubusuku balo ngobumnyama Wavelisa imini yalo ngokukhanya
وَالْأَرْضَ بَعْدَ ذَٰلِكَ دَحَاهَا (30)
Emva koko Wandlala umhlaba
أَخْرَجَ مِنْهَا مَاءَهَا وَمَرْعَاهَا (31)
Waza apho kuwoWavelisa amanzi wawo nedlelo lawo
وَالْجِبَالَ أَرْسَاهَا (32)
Ukanti iintaba zona Uzigxumeke zaqina nkqi
مَتَاعًا لَّكُمْ وَلِأَنْعَامِكُمْ (33)
(Ukuze apho kuphume) isixhaso senu nemfuyo yenu
فَإِذَا جَاءَتِ الطَّامَّةُ الْكُبْرَىٰ (34)
Ke kaloku kwakufika intlekele enkulu
يَوْمَ يَتَذَكَّرُ الْإِنسَانُ مَا سَعَىٰ (35)
Mini leyo umntu aza kuyikhumbula into abe eyizabalazela
وَبُرِّزَتِ الْجَحِيمُ لِمَن يَرَىٰ (36)
Ukanti uMlilo wesiHogo uya kubonakaliswa uthi thaa (kumntu wonke) obonayo
فَأَمَّا مَن طَغَىٰ (37)
Ke lowo ungumgabadeli (umenzi wobubi)
وَآثَرَ الْحَيَاةَ الدُّنْيَا (38)
Owakhetha ubomi beli hlabathi (elandela iminqweno yakhe kunentando ka-Allâh)
فَإِنَّ الْجَحِيمَ هِيَ الْمَأْوَىٰ (39)
Inene ikhaya lakhe liya kuba nguMlilo wesiHogo
وَأَمَّا مَنْ خَافَ مَقَامَ رَبِّهِ وَنَهَى النَّفْسَ عَنِ الْهَوَىٰ (40)
Kodwa yena lowo waye waba noloyiko lokumiswa phambi kweNkosi yakhe (uAllâh), wazoyisa ekulandeleni iinkanuko zakhe ezikukungcola
فَإِنَّ الْجَنَّةَ هِيَ الْمَأْوَىٰ (41)
Inene iPaladesi iya kuba likhaya lakhe
يَسْأَلُونَكَ عَنِ السَّاعَةِ أَيَّانَ مُرْسَاهَا (42)
Wena (Muhammad) bakubuza ngeYure (bathi): liya kuba nini na ilixa (lokuzalisekiswa) kwayo
فِيمَ أَنتَ مِن ذِكْرَاهَا (43)
Ayiloxanduva lwakho ukuzalisekiswa kwayo
إِلَىٰ رَبِّكَ مُنتَهَاهَا (44)
Inzaliseko yayo ixhomekeke eNkosini yakho
إِنَّمَا أَنتَ مُنذِرُ مَن يَخْشَاهَا (45)
Inene wena unguMlumkisi kulowo uyoyikayo
كَأَنَّهُمْ يَوْمَ يَرَوْنَهَا لَمْ يَلْبَثُوا إِلَّا عَشِيَّةً أَوْ ضُحَاهَا (46)
Mhla bayibona (iya kuba ngathi) baphile (kulo mhlaba) injikalanga yayo okanye intsasa yayo (kuphela)
❮ Previous Next ❯

Surahs from Quran :

1- Fatiha2- Baqarah
3- Al Imran4- Nisa
5- Maidah6- Anam
7- Araf8- Anfal
9- Tawbah10- Yunus
11- Hud12- Yusuf
13- Raad14- Ibrahim
15- Hijr16- Nahl
17- Al Isra18- Kahf
19- Maryam20- TaHa
21- Anbiya22- Hajj
23- Muminun24- An Nur
25- Furqan26- Shuara
27- Naml28- Qasas
29- Ankabut30- Rum
31- Luqman32- Sajdah
33- Ahzab34- Saba
35- Fatir36- Yasin
37- Assaaffat38- Sad
39- Zumar40- Ghafir
41- Fussilat42- shura
43- Zukhruf44- Ad Dukhaan
45- Jathiyah46- Ahqaf
47- Muhammad48- Al Fath
49- Hujurat50- Qaf
51- zariyat52- Tur
53- Najm54- Al Qamar
55- Rahman56- Waqiah
57- Hadid58- Mujadilah
59- Al Hashr60- Mumtahina
61- Saff62- Jumuah
63- Munafiqun64- Taghabun
65- Talaq66- Tahrim
67- Mulk68- Qalam
69- Al-Haqqah70- Maarij
71- Nuh72- Jinn
73- Muzammil74- Muddathir
75- Qiyamah76- Insan
77- Mursalat78- An Naba
79- Naziat80- Abasa
81- Takwir82- Infitar
83- Mutaffifin84- Inshiqaq
85- Buruj86- Tariq
87- Al Ala88- Ghashiya
89- Fajr90- Al Balad
91- Shams92- Lail
93- Duha94- Sharh
95- Tin96- Al Alaq
97- Qadr98- Bayyinah
99- Zalzalah100- Adiyat
101- Qariah102- Takathur
103- Al Asr104- Humazah
105- Al Fil106- Quraysh
107- Maun108- Kawthar
109- Kafirun110- Nasr
111- Masad112- Ikhlas
113- Falaq114- An Nas