×

Surah At-Takwir in Xhosa

Quran Xhosa ⮕ Surah Takwir

Translation of the Meanings of Surah Takwir in Xhosa - الكسوزا

The Quran in Xhosa - Surah Takwir translated into Xhosa, Surah At-Takwir in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Takwir in Xhosa - الكسوزا, Verses 29 - Surah Number 81 - Page 586.

بسم الله الرحمن الرحيم

إِذَا الشَّمْسُ كُوِّرَتْ (1)
Xa ilanga lisongwa (licinywa ukukhanya)
وَإِذَا النُّجُومُ انكَدَرَتْ (2)
Naxa iinkwenkwezi zisiwa
وَإِذَا الْجِبَالُ سُيِّرَتْ (3)
Naxa iintaba zenziwe zanyamalala
وَإِذَا الْعِشَارُ عُطِّلَتْ (4)
Naxa iinkamela ezimithiyo zingasahoywanga
وَإِذَا الْوُحُوشُ حُشِرَتْ (5)
Naxa izilo zasendle ziqokelelwe ndawonye
وَإِذَا الْبِحَارُ سُجِّرَتْ (6)
Naxa iilwandle zinga zidwanguza amadangatya omlilo ziphuphuma
وَإِذَا النُّفُوسُ زُوِّجَتْ (7)
Naxa imiphefumlo ihlanganiswa nemizimba yayo
وَإِذَا الْمَوْءُودَةُ سُئِلَتْ (8)
Naxa (usana) oluyintombazana olwangcwatywa luphila lubuzwa
بِأَيِّ ذَنبٍ قُتِلَتْ (9)
“Sono sini na elabulawelwa sona?”
وَإِذَا الصُّحُفُ نُشِرَتْ (10)
Naxa amaphepha (abhaliweyo) [ezenzo ezilungileyo (nezingcolileyo) zomntu ngamnye] etyhilwa elubala
وَإِذَا السَّمَاءُ كُشِطَتْ (11)
Naxa isibhakabhaka sihlutyulwa sisuswa endaweni yaso
وَإِذَا الْجَحِيمُ سُعِّرَتْ (12)
Naxa uMlilo wesiHogo uphenjwa
وَإِذَا الْجَنَّةُ أُزْلِفَتْ (13)
Naxa iPaladesi isondezelwa kufutshane
عَلِمَتْ نَفْسٌ مَّا أَحْضَرَتْ (14)
(Ngoko) umntu ngamnye uya kuyazi into ayivelisileyo (elungileyo nengalunganga)
فَلَا أُقْسِمُ بِالْخُنَّسِ (15)
Yeha! Ndifunga ngezijikelezi-langa (iiplanethi) eziphinda zihlehle
الْجَوَارِ الْكُنَّسِ (16)
Nangezijikelezilanga ezihamba ngokubaleka ziye kusithela
وَاللَّيْلِ إِذَا عَسْعَسَ (17)
Nangobusuku xa buphela
وَالصُّبْحِ إِذَا تَنَفَّسَ (18)
Nangentseni xa ikhanya
إِنَّهُ لَقَوْلُ رَسُولٍ كَرِيمٍ (19)
Inene eli liLizwi (i’Kur’ân eliziswe) sisiThunywa esihloniphekileyo (uJibrîl, evela kuAllâh, esiza kuMprofeti uMuhammad)
ذِي قُوَّةٍ عِندَ ذِي الْعَرْشِ مَكِينٍ (20)
Esinamandla, (nobungangamsha), siphuma (kuAllâh), iNkosi yeTrone (engenakushukunyiswa yinto ngaphandle kwentando yaKhe)
مُّطَاعٍ ثَمَّ أَمِينٍ (21)
(UJibrîl, isithunywa) Esithotyelwayo (ziingelosi zamazulu), sikwathembekile
وَمَا صَاحِبُكُم بِمَجْنُونٍ (22)
Hini na bantu! Ugxa wenu (uMuhammad) akaphambenanga
وَلَقَدْ رَآهُ بِالْأُفُقِ الْمُبِينِ (23)
Ngokwenene yena wambona uJibrîl elundini olucacileyo
وَمَا هُوَ عَلَى الْغَيْبِ بِضَنِينٍ (24)
kwaye yena akalubandezi ulwazi (lwezinto) eziyimfihlakalo
وَمَا هُوَ بِقَوْلِ شَيْطَانٍ رَّجِيمٍ (25)
Ukanti (le ‘Kur’ân) ayilolizwi likaShaytân (uSathana) owaqalekiswayo
فَأَيْنَ تَذْهَبُونَ (26)
Ngoku ke nina nisingise phi
إِنْ هُوَ إِلَّا ذِكْرٌ لِّلْعَالَمِينَ (27)
Inene le (‘Kur’ân) ayinto yimbi ngaphandle kokuba yinkumbuzo kwindalo yonke
لِمَن شَاءَ مِنكُمْ أَن يَسْتَقِيمَ (28)
Kuye nabani na kuni ofuna ukuhamba ngokuthe tye
وَمَا تَشَاءُونَ إِلَّا أَن يَشَاءَ اللَّهُ رَبُّ الْعَالَمِينَ (29)
Yaye aninako ukuzithandela (ukuhamba ngokuthe tye) ngaphandle kokuba kuthande uAllâh, iNkosi yamaphakade
❮ Previous Next ❯

Surahs from Quran :

1- Fatiha2- Baqarah
3- Al Imran4- Nisa
5- Maidah6- Anam
7- Araf8- Anfal
9- Tawbah10- Yunus
11- Hud12- Yusuf
13- Raad14- Ibrahim
15- Hijr16- Nahl
17- Al Isra18- Kahf
19- Maryam20- TaHa
21- Anbiya22- Hajj
23- Muminun24- An Nur
25- Furqan26- Shuara
27- Naml28- Qasas
29- Ankabut30- Rum
31- Luqman32- Sajdah
33- Ahzab34- Saba
35- Fatir36- Yasin
37- Assaaffat38- Sad
39- Zumar40- Ghafir
41- Fussilat42- shura
43- Zukhruf44- Ad Dukhaan
45- Jathiyah46- Ahqaf
47- Muhammad48- Al Fath
49- Hujurat50- Qaf
51- zariyat52- Tur
53- Najm54- Al Qamar
55- Rahman56- Waqiah
57- Hadid58- Mujadilah
59- Al Hashr60- Mumtahina
61- Saff62- Jumuah
63- Munafiqun64- Taghabun
65- Talaq66- Tahrim
67- Mulk68- Qalam
69- Al-Haqqah70- Maarij
71- Nuh72- Jinn
73- Muzammil74- Muddathir
75- Qiyamah76- Insan
77- Mursalat78- An Naba
79- Naziat80- Abasa
81- Takwir82- Infitar
83- Mutaffifin84- Inshiqaq
85- Buruj86- Tariq
87- Al Ala88- Ghashiya
89- Fajr90- Al Balad
91- Shams92- Lail
93- Duha94- Sharh
95- Tin96- Al Alaq
97- Qadr98- Bayyinah
99- Zalzalah100- Adiyat
101- Qariah102- Takathur
103- Al Asr104- Humazah
105- Al Fil106- Quraysh
107- Maun108- Kawthar
109- Kafirun110- Nasr
111- Masad112- Ikhlas
113- Falaq114- An Nas