The Quran in Xhosa - Surah Tin translated into Xhosa, Surah At-Tin in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Tin in Xhosa - الكسوزا, Verses 8 - Surah Number 95 - Page 597.
بِّسْمِ اللَّهِ الرَّحْمَٰنِ الرَّحِيمِ وَالتِّينِ وَالزَّيْتُونِ (1) Ndifunga ngomkhiwane nangomnquma |
وَطُورِ سِينِينَ (2) Nangentaba yeSinayi |
وَهَٰذَا الْبَلَدِ الْأَمِينِ (3) Nangesi sixeko sokhuseleko (saseMakkah) |
لَقَدْ خَلَقْنَا الْإِنسَانَ فِي أَحْسَنِ تَقْوِيمٍ (4) Inene umntu Samdala ngesona simo silungileyo |
ثُمَّ رَدَدْنَاهُ أَسْفَلَ سَافِلِينَ (5) Saphinda Samthobisela kowona mgangatho uphantsi |
إِلَّا الَّذِينَ آمَنُوا وَعَمِلُوا الصَّالِحَاتِ فَلَهُمْ أَجْرٌ غَيْرُ مَمْنُونٍ (6) Ngaphandle kwabo bakholwayo benze imisebenzi yobulungisa. Okwabo iya kuba ngumvuzo ongeze usilele |
فَمَا يُكَذِّبُكَ بَعْدُ بِالدِّينِ (7) Yintoni ke emva koku enibangela ukuba niyiphike inkolo |
أَلَيْسَ اللَّهُ بِأَحْكَمِ الْحَاكِمِينَ (8) AyingoAllâh na Oyena Mgwebi Unobuluko kubagwebi |