The Quran in Xhosa - Surah Zalzalah translated into Xhosa, Surah Az-Zalzalah in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Zalzalah in Xhosa - الكسوزا, Verses 8 - Surah Number 99 - Page 599.

| إِذَا زُلْزِلَتِ الْأَرْضُ زِلْزَالَهَا (1) Xa umhlaba uNyikima ngokunyikima kwawo |
| وَأَخْرَجَتِ الْأَرْضُ أَثْقَالَهَا (2) Uze utyekezele ngaphandle wonke umthwalo wawo (obungaphakathi kuwo) |
| وَقَالَ الْإِنسَانُ مَا لَهَا (3) Abantu baya kuthi: “kwenzeka ntoni na ngawo?” |
| يَوْمَئِذٍ تُحَدِّثُ أَخْبَارَهَا (4) Ngaloo Mini uya kuchaza iindaba zawo |
| بِأَنَّ رَبَّكَ أَوْحَىٰ لَهَا (5) Kuba iNkosi yakho Iya kuwutyhilela (okwenzekayo phezu kwawo) |
| يَوْمَئِذٍ يَصْدُرُ النَّاسُ أَشْتَاتًا لِّيُرَوْا أَعْمَالَهُمْ (6) Ngaloo Mini abantu baya kuza bengamaqela athe saa, beze kuboniswa izenzo zabo |
| فَمَن يَعْمَلْ مِثْقَالَ ذَرَّةٍ خَيْرًا يَرَهُ (7) Nabani na lowo uthe wenza isenzo esilungileyo esingangentlantsi, uya kusibona |
| وَمَن يَعْمَلْ مِثْقَالَ ذَرَّةٍ شَرًّا يَرَهُ (8) Nalowo uthe wenza isenzo esingcolileyo esingangentlantsi, uya kusibona |