The Quran in Xhosa - Surah Qadr translated into Xhosa, Surah Al-Qadr in Xhosa. We provide accurate translation of Surah Qadr in Xhosa - الكسوزا, Verses 5 - Surah Number 97 - Page 598.
بِّسْمِ اللَّهِ الرَّحْمَٰنِ الرَّحِيمِ إِنَّا أَنزَلْنَاهُ فِي لَيْلَةِ الْقَدْرِ (1) Inene esi siTyhilelo Sasityhila ngoBusuku baMandla |
وَمَا أَدْرَاكَ مَا لَيْلَةُ الْقَدْرِ (2) Yintoni na enokukucacisela okokuba buyintoni na uBusuku baMandla |
لَيْلَةُ الْقَدْرِ خَيْرٌ مِّنْ أَلْفِ شَهْرٍ (3) UBusuku baMandla bungcono kuneenyanga eziliwaka |
تَنَزَّلُ الْمَلَائِكَةُ وَالرُّوحُ فِيهَا بِإِذْنِ رَبِّهِم مِّن كُلِّ أَمْرٍ (4) Ngabo kuhla iingelosi noMoya [oyiNgcwele (uJibrîl)] ngemvume ka-Allâh nemiyalelo yonke |
سَلَامٌ هِيَ حَتَّىٰ مَطْلَعِ الْفَجْرِ (5) (Ngobo busuku) kuba luxolo kude kube ngoms’obomvu |