×

Ukuba Sasithandile, ngeSamphakamisayo ngayo (imiqondiso leyo) kodwa yena wasuka wabambelela ehlabathini, walandela 7:176 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-A‘raf ⮕ (7:176) ayat 176 in Xhosa

7:176 Surah Al-A‘raf ayat 176 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-A‘raf ayat 176 - الأعرَاف - Page - Juz 9

﴿وَلَوۡ شِئۡنَا لَرَفَعۡنَٰهُ بِهَا وَلَٰكِنَّهُۥٓ أَخۡلَدَ إِلَى ٱلۡأَرۡضِ وَٱتَّبَعَ هَوَىٰهُۚ فَمَثَلُهُۥ كَمَثَلِ ٱلۡكَلۡبِ إِن تَحۡمِلۡ عَلَيۡهِ يَلۡهَثۡ أَوۡ تَتۡرُكۡهُ يَلۡهَثۚ ذَّٰلِكَ مَثَلُ ٱلۡقَوۡمِ ٱلَّذِينَ كَذَّبُواْ بِـَٔايَٰتِنَاۚ فَٱقۡصُصِ ٱلۡقَصَصَ لَعَلَّهُمۡ يَتَفَكَّرُونَ ﴾
[الأعرَاف: 176]

Ukuba Sasithandile, ngeSamphakamisayo ngayo (imiqondiso leyo) kodwa yena wasuka wabambelela ehlabathini, walandela iinkanuko zakhe ezingento yanto. Ke kaloku umzekeliso wakhe ngumzekeliso wenja: ethi (xa uyigxotha ijingise ulwimi lwayo ngaphandle okanye uyiyeke, ibe isajingisa ulwimi lwayo ngaphandle). Lowo ngumzekeliso wabantu abala iiVesi zeThu. Babalisele amabali ke ngoko kuba hleze baqiqe

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ولو شئنا لرفعناه بها ولكنه أخلد إلى الأرض واتبع هواه فمثله كمثل, باللغة الكسوزا

﴿ولو شئنا لرفعناه بها ولكنه أخلد إلى الأرض واتبع هواه فمثله كمثل﴾ [الأعرَاف: 176]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek