×

Abo badla iribâ79 abayi kuma (ngoMhla wokuGqibela) ngaphandle kokuma njengomntu obethwa nguShaytân 2:275 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:275) ayat 275 in Xhosa

2:275 Surah Al-Baqarah ayat 275 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 275 - البَقَرَة - Page - Juz 3

﴿ٱلَّذِينَ يَأۡكُلُونَ ٱلرِّبَوٰاْ لَا يَقُومُونَ إِلَّا كَمَا يَقُومُ ٱلَّذِي يَتَخَبَّطُهُ ٱلشَّيۡطَٰنُ مِنَ ٱلۡمَسِّۚ ذَٰلِكَ بِأَنَّهُمۡ قَالُوٓاْ إِنَّمَا ٱلۡبَيۡعُ مِثۡلُ ٱلرِّبَوٰاْۗ وَأَحَلَّ ٱللَّهُ ٱلۡبَيۡعَ وَحَرَّمَ ٱلرِّبَوٰاْۚ فَمَن جَآءَهُۥ مَوۡعِظَةٞ مِّن رَّبِّهِۦ فَٱنتَهَىٰ فَلَهُۥ مَا سَلَفَ وَأَمۡرُهُۥٓ إِلَى ٱللَّهِۖ وَمَنۡ عَادَ فَأُوْلَٰٓئِكَ أَصۡحَٰبُ ٱلنَّارِۖ هُمۡ فِيهَا خَٰلِدُونَ ﴾
[البَقَرَة: 275]

Abo badla iribâ79 abayi kuma (ngoMhla wokuGqibela) ngaphandle kokuma njengomntu obethwa nguShaytân emkhokelela ekuphambukeni, oko kungenxa yokuba bathi: “Ushishino luyafana neribâ,” kodwa uAllâh Ukuvumele ukushishina Wakwalela ukwenziwa kweribâ. Lowo usamkelayo isiyalo seNkosi yakhe, ayeke ukudla iribâ, akayi kohlwaywa ngoko akwenze kwilixa elingaphambili, umcimbi wakhe uya kubonwa nguAllâh; ke lowo ubuyela (kwiribâ), abanjalo ngabahlali baseMlilweni baya kuhlala apho ngonaphakade

❮ Previous Next ❯

ترجمة: الذين يأكلون الربا لا يقومون إلا كما يقوم الذي يتخبطه الشيطان من, باللغة الكسوزا

﴿الذين يأكلون الربا لا يقومون إلا كما يقوم الذي يتخبطه الشيطان من﴾ [البَقَرَة: 275]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek