×

Emvakokoyabakwaniniababulalaabantubakuni, nabagxotha abanye benu emakhayeni abo; nincedisana neentshaba zabo ngokuchasene nabo, ngokugabadela 2:85 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:85) ayat 85 in Xhosa

2:85 Surah Al-Baqarah ayat 85 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 85 - البَقَرَة - Page - Juz 1

﴿ثُمَّ أَنتُمۡ هَٰٓؤُلَآءِ تَقۡتُلُونَ أَنفُسَكُمۡ وَتُخۡرِجُونَ فَرِيقٗا مِّنكُم مِّن دِيَٰرِهِمۡ تَظَٰهَرُونَ عَلَيۡهِم بِٱلۡإِثۡمِ وَٱلۡعُدۡوَٰنِ وَإِن يَأۡتُوكُمۡ أُسَٰرَىٰ تُفَٰدُوهُمۡ وَهُوَ مُحَرَّمٌ عَلَيۡكُمۡ إِخۡرَاجُهُمۡۚ أَفَتُؤۡمِنُونَ بِبَعۡضِ ٱلۡكِتَٰبِ وَتَكۡفُرُونَ بِبَعۡضٖۚ فَمَا جَزَآءُ مَن يَفۡعَلُ ذَٰلِكَ مِنكُمۡ إِلَّا خِزۡيٞ فِي ٱلۡحَيَوٰةِ ٱلدُّنۡيَاۖ وَيَوۡمَ ٱلۡقِيَٰمَةِ يُرَدُّونَ إِلَىٰٓ أَشَدِّ ٱلۡعَذَابِۗ وَمَا ٱللَّهُ بِغَٰفِلٍ عَمَّا تَعۡمَلُونَ ﴾
[البَقَرَة: 85]

Emvakokoyabakwaniniababulalaabantubakuni, nabagxotha abanye benu emakhayeni abo; nincedisana neentshaba zabo ngokuchasene nabo, ngokugabadela nangenzondo. Bathi xa befika kuni bengabathinjwa nina nibakhulule ngentlawuliso, nangona kwakungekho lungelweni ukubagxotha kwenu. Makube nina nikholwa kwinxalenye yesiBhalo ningayamkeli na enye? Ingaba iyintoni imbuyekezo kwabo benza oku phakathi kwenu ngaphandle kokuhlazeka kweli hlabathi nokuba phantsi kwentuthumbo enkulu ngoMhla woVuko? Ayingaba Akakwazi uAllâh oko Nikwenzayo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ثم أنتم هؤلاء تقتلون أنفسكم وتخرجون فريقا منكم من ديارهم تظاهرون عليهم, باللغة الكسوزا

﴿ثم أنتم هؤلاء تقتلون أنفسكم وتخرجون فريقا منكم من ديارهم تظاهرون عليهم﴾ [البَقَرَة: 85]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek