×

Bathibakufikelwanokubayintoninaenxulumenenokhuseleko okanye uloyiko, bayibhengeze (eluntwini lonke); kanti ukuba bebenokuyazisa uMthunywa okanye (bayazise) 4:83 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Nisa’ ⮕ (4:83) ayat 83 in Xhosa

4:83 Surah An-Nisa’ ayat 83 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Nisa’ ayat 83 - النِّسَاء - Page - Juz 5

﴿وَإِذَا جَآءَهُمۡ أَمۡرٞ مِّنَ ٱلۡأَمۡنِ أَوِ ٱلۡخَوۡفِ أَذَاعُواْ بِهِۦۖ وَلَوۡ رَدُّوهُ إِلَى ٱلرَّسُولِ وَإِلَىٰٓ أُوْلِي ٱلۡأَمۡرِ مِنۡهُمۡ لَعَلِمَهُ ٱلَّذِينَ يَسۡتَنۢبِطُونَهُۥ مِنۡهُمۡۗ وَلَوۡلَا فَضۡلُ ٱللَّهِ عَلَيۡكُمۡ وَرَحۡمَتُهُۥ لَٱتَّبَعۡتُمُ ٱلشَّيۡطَٰنَ إِلَّا قَلِيلٗا ﴾
[النِّسَاء: 83]

Bathibakufikelwanokubayintoninaenxulumenenokhuseleko okanye uloyiko, bayibhengeze (eluntwini lonke); kanti ukuba bebenokuyazisa uMthunywa okanye (bayazise) abo balawulayo phakathi kwabo, abaphandi bokwenene bebeza kuyiqonda (kakuhle) kubo. Ukuba bekungekho ngenxa yenceba ka-Allâh kuni, ninge nilandele uShaytân ngaphandle kwabambalwa kuni

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وإذا جاءهم أمر من الأمن أو الخوف أذاعوا به ولو ردوه إلى, باللغة الكسوزا

﴿وإذا جاءهم أمر من الأمن أو الخوف أذاعوا به ولو ردوه إلى﴾ [النِّسَاء: 83]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek