×

Kananjalo uAllâh Wenza umzekelo wedolophu (iMakkah) eyayihleli ikhuselekile yanelisekile nokwaneliseka: iimbonelelo zayo 16:112 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Nahl ⮕ (16:112) ayat 112 in Xhosa

16:112 Surah An-Nahl ayat 112 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Nahl ayat 112 - النَّحل - Page - Juz 14

﴿وَضَرَبَ ٱللَّهُ مَثَلٗا قَرۡيَةٗ كَانَتۡ ءَامِنَةٗ مُّطۡمَئِنَّةٗ يَأۡتِيهَا رِزۡقُهَا رَغَدٗا مِّن كُلِّ مَكَانٖ فَكَفَرَتۡ بِأَنۡعُمِ ٱللَّهِ فَأَذَٰقَهَا ٱللَّهُ لِبَاسَ ٱلۡجُوعِ وَٱلۡخَوۡفِ بِمَا كَانُواْ يَصۡنَعُونَ ﴾
[النَّحل: 112]

Kananjalo uAllâh Wenza umzekelo wedolophu (iMakkah) eyayihleli ikhuselekile yanelisekile nokwaneliseka: iimbonelelo zayo zisiza ziyindyebo kuyo zivela kuyo yonke indawo, kodwa (abantu bayo) baziphika izibabalo zika- Allâh (ngokungabi nambulelo). Ke kaloku uAllâh Wayenza ukuba ikhe ingcamle indlala kanobom noloyiko ngenxa yoko bakwenzayo (abantu bayo)

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وضرب الله مثلا قرية كانت آمنة مطمئنة يأتيها رزقها رغدا من كل, باللغة الكسوزا

﴿وضرب الله مثلا قرية كانت آمنة مطمئنة يأتيها رزقها رغدا من كل﴾ [النَّحل: 112]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek