×

Hini na nina bakholwayo! Umthetho wokulingana umiselwe kuni ngokubhekiselele ekubulaleni: okhululekileyo ngokhululekileyo, 2:178 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:178) ayat 178 in Xhosa

2:178 Surah Al-Baqarah ayat 178 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 178 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿يَٰٓأَيُّهَا ٱلَّذِينَ ءَامَنُواْ كُتِبَ عَلَيۡكُمُ ٱلۡقِصَاصُ فِي ٱلۡقَتۡلَىۖ ٱلۡحُرُّ بِٱلۡحُرِّ وَٱلۡعَبۡدُ بِٱلۡعَبۡدِ وَٱلۡأُنثَىٰ بِٱلۡأُنثَىٰۚ فَمَنۡ عُفِيَ لَهُۥ مِنۡ أَخِيهِ شَيۡءٞ فَٱتِّبَاعُۢ بِٱلۡمَعۡرُوفِ وَأَدَآءٌ إِلَيۡهِ بِإِحۡسَٰنٖۗ ذَٰلِكَ تَخۡفِيفٞ مِّن رَّبِّكُمۡ وَرَحۡمَةٞۗ فَمَنِ ٱعۡتَدَىٰ بَعۡدَ ذَٰلِكَ فَلَهُۥ عَذَابٌ أَلِيمٞ ﴾
[البَقَرَة: 178]

Hini na nina bakholwayo! Umthetho wokulingana umiselwe kuni ngokubhekiselele ekubulaleni: okhululekileyo ngokhululekileyo, ikhoboka ngekhoboka, owasetyhini ngowasetyhini, kodwa ke ukuba umbulali uyaxolelwa ngumntakobomfi lowo ukuba angahlawuli imali yegazi, oko makwenziwe ngesihle. Intlawulo yemali yegazi kwindlalifa mayenziwe ngesihle nayo leyo. Olu luthomalaliso (lobubi) nenceba evela eNkosini yenu. Ke emva koku lowo uthe wagabadela watsiba imida uya kufumana isohlwayo esibuhlungu

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ياأيها الذين آمنوا كتب عليكم القصاص في القتلى الحر بالحر والعبد بالعبد, باللغة الكسوزا

﴿ياأيها الذين آمنوا كتب عليكم القصاص في القتلى الحر بالحر والعبد بالعبد﴾ [البَقَرَة: 178]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek