×

Ke abo bathi bafe beshiya abafazi babo ngasemva mababenzele abafazi babo umyolelo 2:240 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:240) ayat 240 in Xhosa

2:240 Surah Al-Baqarah ayat 240 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 240 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿وَٱلَّذِينَ يُتَوَفَّوۡنَ مِنكُمۡ وَيَذَرُونَ أَزۡوَٰجٗا وَصِيَّةٗ لِّأَزۡوَٰجِهِم مَّتَٰعًا إِلَى ٱلۡحَوۡلِ غَيۡرَ إِخۡرَاجٖۚ فَإِنۡ خَرَجۡنَ فَلَا جُنَاحَ عَلَيۡكُمۡ فِي مَا فَعَلۡنَ فِيٓ أَنفُسِهِنَّ مِن مَّعۡرُوفٖۗ وَٱللَّهُ عَزِيزٌ حَكِيمٞ ﴾
[البَقَرَة: 240]

Ke abo bathi bafe beshiya abafazi babo ngasemva mababenzele abafazi babo umyolelo wesondlo nendawo yokuhlala unyaka wonke bengagxothwanga, kodwa ukuba abafazi abo bayazihambela ngokwabo akuyi kuba sisono oko kuni ngoko bazenzele ngokwabo, ukuba phofu (kwenziwa) ngesidima, UAllâh nguSomandla, uSobulumko

❮ Previous Next ❯

ترجمة: والذين يتوفون منكم ويذرون أزواجا وصية لأزواجهم متاعا إلى الحول غير إخراج, باللغة الكسوزا

﴿والذين يتوفون منكم ويذرون أزواجا وصية لأزواجهم متاعا إلى الحول غير إخراج﴾ [البَقَرَة: 240]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek