﴿فَلَنَأۡتِيَنَّكَ بِسِحۡرٖ مِّثۡلِهِۦ فَٱجۡعَلۡ بَيۡنَنَا وَبَيۡنَكَ مَوۡعِدٗا لَّا نُخۡلِفُهُۥ نَحۡنُ وَلَآ أَنتَ مَكَانٗا سُوٗى ﴾
[طه: 58]
Inene thina siya kukuvezela imilingo efana naleyo; Ngoko ke tyumbani usuku lwendibano phakathi kwenu nathi, olo kungekho namnye kuthi okanye nina oza kusilela ukulugcina, kube kwindawo ephangaleleyo apho omabini (amacala) aza kuba namathuba alinganayo (nabantu babone kakuhle bonke)
ترجمة: فلنأتينك بسحر مثله فاجعل بيننا وبينك موعدا لا نخلفه نحن ولا أنت, باللغة الكسوزا
﴿فلنأتينك بسحر مثله فاجعل بيننا وبينك موعدا لا نخلفه نحن ولا أنت﴾ [طه: 58]