×

Kananjalo aSizanga Sithumele nawuphi na uMthunywa okanye umprofeti ngaphambili kunawe Singamthumeleli ukuba 22:52 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-hajj ⮕ (22:52) ayat 52 in Xhosa

22:52 Surah Al-hajj ayat 52 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-hajj ayat 52 - الحج - Page - Juz 17

﴿وَمَآ أَرۡسَلۡنَا مِن قَبۡلِكَ مِن رَّسُولٖ وَلَا نَبِيٍّ إِلَّآ إِذَا تَمَنَّىٰٓ أَلۡقَى ٱلشَّيۡطَٰنُ فِيٓ أُمۡنِيَّتِهِۦ فَيَنسَخُ ٱللَّهُ مَا يُلۡقِي ٱلشَّيۡطَٰنُ ثُمَّ يُحۡكِمُ ٱللَّهُ ءَايَٰتِهِۦۗ وَٱللَّهُ عَلِيمٌ حَكِيمٞ ﴾
[الحج: 52]

Kananjalo aSizanga Sithumele nawuphi na uMthunywa okanye umprofeti ngaphambili kunawe Singamthumeleli ukuba athi xa ethetha (okanye ecengceleza) uShaytân ajule (ukungaqondakali kwento ayithethayo). Kodwa uAllâh Uyakutshabalalisa oko kujulwa nguShaytân. Ke kaloku uAllâh Wenza iiVesi zaKhe zithi Ngqo. Yaye uAllâh nguSolwazi, uSobulumko

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وما أرسلنا من قبلك من رسول ولا نبي إلا إذا تمنى ألقى, باللغة الكسوزا

﴿وما أرسلنا من قبلك من رسول ولا نبي إلا إذا تمنى ألقى﴾ [الحج: 52]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek