×

Ayikokwamadoda akholwayo okanye abasetyhini abakholwayo (Ukuba bathi) xa uAllâh noMthunywa waKhe benze 33:36 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Ahzab ⮕ (33:36) ayat 36 in Xhosa

33:36 Surah Al-Ahzab ayat 36 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Ahzab ayat 36 - الأحزَاب - Page - Juz 22

﴿وَمَا كَانَ لِمُؤۡمِنٖ وَلَا مُؤۡمِنَةٍ إِذَا قَضَى ٱللَّهُ وَرَسُولُهُۥٓ أَمۡرًا أَن يَكُونَ لَهُمُ ٱلۡخِيَرَةُ مِنۡ أَمۡرِهِمۡۗ وَمَن يَعۡصِ ٱللَّهَ وَرَسُولَهُۥ فَقَدۡ ضَلَّ ضَلَٰلٗا مُّبِينٗا ﴾
[الأحزَاب: 36]

Ayikokwamadoda akholwayo okanye abasetyhini abakholwayo (Ukuba bathi) xa uAllâh noMthunywa waKhe benze isigqibo ngento (ethile) bona babe nezinye iimbono (eziphikisa eso) Sigqibo. Nabani na ke ongaMthobeliyo uAllâh noMthunywa waKhe, lowo (umntu) inene ulahleke ngokucacileyo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وما كان لمؤمن ولا مؤمنة إذا قضى الله ورسوله أمرا أن يكون, باللغة الكسوزا

﴿وما كان لمؤمن ولا مؤمنة إذا قضى الله ورسوله أمرا أن يكون﴾ [الأحزَاب: 36]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek