×

Ke kaloku Sanithumela abaThunywa ngaphambi kwenu. Phakathi kwabo kukho abo (iimbali zabo) 40:78 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Ghafir ⮕ (40:78) ayat 78 in Xhosa

40:78 Surah Ghafir ayat 78 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Ghafir ayat 78 - غَافِر - Page - Juz 24

﴿وَلَقَدۡ أَرۡسَلۡنَا رُسُلٗا مِّن قَبۡلِكَ مِنۡهُم مَّن قَصَصۡنَا عَلَيۡكَ وَمِنۡهُم مَّن لَّمۡ نَقۡصُصۡ عَلَيۡكَۗ وَمَا كَانَ لِرَسُولٍ أَن يَأۡتِيَ بِـَٔايَةٍ إِلَّا بِإِذۡنِ ٱللَّهِۚ فَإِذَا جَآءَ أَمۡرُ ٱللَّهِ قُضِيَ بِٱلۡحَقِّ وَخَسِرَ هُنَالِكَ ٱلۡمُبۡطِلُونَ ﴾
[غَافِر: 78]

Ke kaloku Sanithumela abaThunywa ngaphambi kwenu. Phakathi kwabo kukho abo (iimbali zabo) sele Sikubalisele ngazo, kuze phakathi kwabo kubekho abo (iimbali zabo) Singakubaliselanga ngazo. Kananjalo yayingekokwakhe nawuphi na uMthunywa ukuba eze nomqondiso (okanye iVesi) ngaphandle kwemvume ka-Allâh. Ngoko ke xa umyalelo ka-Allâh ufika uya kufezekiswa ngenyaniso baze abaqambi bobuxoki balahlekelwe

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ولقد أرسلنا رسلا من قبلك منهم من قصصنا عليك ومنهم من لم, باللغة الكسوزا

﴿ولقد أرسلنا رسلا من قبلك منهم من قصصنا عليك ومنهم من لم﴾ [غَافِر: 78]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek