×

AmaYuda athi: “ISandla sika-Allâh sibophekile11.” Makubopheke ezawo izandla, baqalekiswe nangoko bakuthethayo. Nakanye, 5:64 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Ma’idah ⮕ (5:64) ayat 64 in Xhosa

5:64 Surah Al-Ma’idah ayat 64 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Ma’idah ayat 64 - المَائدة - Page - Juz 6

﴿وَقَالَتِ ٱلۡيَهُودُ يَدُ ٱللَّهِ مَغۡلُولَةٌۚ غُلَّتۡ أَيۡدِيهِمۡ وَلُعِنُواْ بِمَا قَالُواْۘ بَلۡ يَدَاهُ مَبۡسُوطَتَانِ يُنفِقُ كَيۡفَ يَشَآءُۚ وَلَيَزِيدَنَّ كَثِيرٗا مِّنۡهُم مَّآ أُنزِلَ إِلَيۡكَ مِن رَّبِّكَ طُغۡيَٰنٗا وَكُفۡرٗاۚ وَأَلۡقَيۡنَا بَيۡنَهُمُ ٱلۡعَدَٰوَةَ وَٱلۡبَغۡضَآءَ إِلَىٰ يَوۡمِ ٱلۡقِيَٰمَةِۚ كُلَّمَآ أَوۡقَدُواْ نَارٗا لِّلۡحَرۡبِ أَطۡفَأَهَا ٱللَّهُۚ وَيَسۡعَوۡنَ فِي ٱلۡأَرۡضِ فَسَادٗاۚ وَٱللَّهُ لَا يُحِبُّ ٱلۡمُفۡسِدِينَ ﴾
[المَائدة: 64]

AmaYuda athi: “ISandla sika-Allâh sibophekile11.” Makubopheke ezawo izandla, baqalekiswe nangoko bakuthethayo. Nakanye, zozibini ezaKhe iZandla zivuleke zabanzi. Uchitha kubuBele baKhe njengoko Ethanda. Inene isiTyhilelo esifike kuwe sivela eNkosini yakho, kwabaninzi kubo Sandisa uqaqadeko nogwiliko nokungakholwa. Thina Sifake ubutshaba nenzondwano phakathi kwabo de kube yiMini yoVuko. Maxa onke bephembelela umlilo wemfazwe, uAllâh Uyawucima yaye basoloko bezabalazela (ukwenza) ubutshinga emhlabeni. UAllâh Akabathandi abenzi bobubi

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وقالت اليهود يد الله مغلولة غلت أيديهم ولعنوا بما قالوا بل يداه, باللغة الكسوزا

﴿وقالت اليهود يد الله مغلولة غلت أيديهم ولعنوا بما قالوا بل يداه﴾ [المَائدة: 64]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek