×

Khawubabuze (Muhammad) ngesixeko esasingaselwandle; ukugabadela kwabo ngokuphathelene nombandela weSabatha, ngexesha apho iintlanzi 7:163 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-A‘raf ⮕ (7:163) ayat 163 in Xhosa

7:163 Surah Al-A‘raf ayat 163 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-A‘raf ayat 163 - الأعرَاف - Page - Juz 9

﴿وَسۡـَٔلۡهُمۡ عَنِ ٱلۡقَرۡيَةِ ٱلَّتِي كَانَتۡ حَاضِرَةَ ٱلۡبَحۡرِ إِذۡ يَعۡدُونَ فِي ٱلسَّبۡتِ إِذۡ تَأۡتِيهِمۡ حِيتَانُهُمۡ يَوۡمَ سَبۡتِهِمۡ شُرَّعٗا وَيَوۡمَ لَا يَسۡبِتُونَ لَا تَأۡتِيهِمۡۚ كَذَٰلِكَ نَبۡلُوهُم بِمَا كَانُواْ يَفۡسُقُونَ ﴾
[الأعرَاف: 163]

Khawubabuze (Muhammad) ngesixeko esasingaselwandle; ukugabadela kwabo ngokuphathelene nombandela weSabatha, ngexesha apho iintlanzi zabo zaya zaphuma zeza kubo ngomhla weSabatha, kodwa zingaphumi zize kubo ngemini ekungeyoSabatha. Salwenza lwaba njalo ke uvavanyo kubo, kuba babedla ngokuvukela imiyalelo ka- Allâh

❮ Previous Next ❯

ترجمة: واسألهم عن القرية التي كانت حاضرة البحر إذ يعدون في السبت إذ, باللغة الكسوزا

﴿واسألهم عن القرية التي كانت حاضرة البحر إذ يعدون في السبت إذ﴾ [الأعرَاف: 163]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek