×

Zathi (iziThunywa) zona: “Hini na (Lût)! Inene, thina siziziThunywa ezivela eNkosini yakho! 11:81 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Hud ⮕ (11:81) ayat 81 in Xhosa

11:81 Surah Hud ayat 81 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Hud ayat 81 - هُود - Page - Juz 12

﴿قَالُواْ يَٰلُوطُ إِنَّا رُسُلُ رَبِّكَ لَن يَصِلُوٓاْ إِلَيۡكَۖ فَأَسۡرِ بِأَهۡلِكَ بِقِطۡعٖ مِّنَ ٱلَّيۡلِ وَلَا يَلۡتَفِتۡ مِنكُمۡ أَحَدٌ إِلَّا ٱمۡرَأَتَكَۖ إِنَّهُۥ مُصِيبُهَا مَآ أَصَابَهُمۡۚ إِنَّ مَوۡعِدَهُمُ ٱلصُّبۡحُۚ أَلَيۡسَ ٱلصُّبۡحُ بِقَرِيبٖ ﴾
[هُود: 81]

Zathi (iziThunywa) zona: “Hini na (Lût)! Inene, thina siziziThunywa ezivela eNkosini yakho! Abayi kufikelela kuwe! Ke kaloku wena hamba nosapho lwakho kwisahlulo sobusuku, kungabikho namnye kuni unyeka ngasemva; ngaphandle komfazi wakho, inene, isohlwayo esiza kuthwaxa bona siza kuthwaxa yena, inene, ekuseni iya kuba lixesha labo elimisiweyo. Ayikho kufuphi na intsasa?”

❮ Previous Next ❯

ترجمة: قالوا يالوط إنا رسل ربك لن يصلوا إليك فأسر بأهلك بقطع من, باللغة الكسوزا

﴿قالوا يالوط إنا رسل ربك لن يصلوا إليك فأسر بأهلك بقطع من﴾ [هُود: 81]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek