×

(Kumntu ngamnye), kukho (iingelosi) ngokulandelelana (kwazo) ngaphambili nangemva kwakhe. Ziyamlondoloza ngokoMyalelo ka-Allâh. 13:11 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Ar-Ra‘d ⮕ (13:11) ayat 11 in Xhosa

13:11 Surah Ar-Ra‘d ayat 11 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Ar-Ra‘d ayat 11 - الرَّعد - Page - Juz 13

﴿لَهُۥ مُعَقِّبَٰتٞ مِّنۢ بَيۡنِ يَدَيۡهِ وَمِنۡ خَلۡفِهِۦ يَحۡفَظُونَهُۥ مِنۡ أَمۡرِ ٱللَّهِۗ إِنَّ ٱللَّهَ لَا يُغَيِّرُ مَا بِقَوۡمٍ حَتَّىٰ يُغَيِّرُواْ مَا بِأَنفُسِهِمۡۗ وَإِذَآ أَرَادَ ٱللَّهُ بِقَوۡمٖ سُوٓءٗا فَلَا مَرَدَّ لَهُۥۚ وَمَا لَهُم مِّن دُونِهِۦ مِن وَالٍ ﴾
[الرَّعد: 11]

(Kumntu ngamnye), kukho (iingelosi) ngokulandelelana (kwazo) ngaphambili nangemva kwakhe. Ziyamlondoloza ngokoMyalelo ka-Allâh. Inene uAllâh Akayi kuyiguqula imeko yabantu ukuba nabo abayiguquli imeko yabo ngokwabo. Kodwa ukuba uAllâh Uthande ukuthoba isohlwayo ebantwini, akukho nto inokusibuyisa umva, yaye abayi kufumanamkhuseli ngaphandle kwaKhe

❮ Previous Next ❯

ترجمة: له معقبات من بين يديه ومن خلفه يحفظونه من أمر الله إن, باللغة الكسوزا

﴿له معقبات من بين يديه ومن خلفه يحفظونه من أمر الله إن﴾ [الرَّعد: 11]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek