×

Ke kaloku ukuba wena (Muhammad) ukhwankqisiwe (kukungakholwa kwabantu kwi’Kur’ân), okukhwankqisa (ngakumbi) yintetho 13:5 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Ar-Ra‘d ⮕ (13:5) ayat 5 in Xhosa

13:5 Surah Ar-Ra‘d ayat 5 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Ar-Ra‘d ayat 5 - الرَّعد - Page - Juz 13

﴿۞ وَإِن تَعۡجَبۡ فَعَجَبٞ قَوۡلُهُمۡ أَءِذَا كُنَّا تُرَٰبًا أَءِنَّا لَفِي خَلۡقٖ جَدِيدٍۗ أُوْلَٰٓئِكَ ٱلَّذِينَ كَفَرُواْ بِرَبِّهِمۡۖ وَأُوْلَٰٓئِكَ ٱلۡأَغۡلَٰلُ فِيٓ أَعۡنَاقِهِمۡۖ وَأُوْلَٰٓئِكَ أَصۡحَٰبُ ٱلنَّارِۖ هُمۡ فِيهَا خَٰلِدُونَ ﴾
[الرَّعد: 5]

Ke kaloku ukuba wena (Muhammad) ukhwankqisiwe (kukungakholwa kwabantu kwi’Kur’ân), okukhwankqisa (ngakumbi) yintetho yabo ethi: “Sisakuba sifile, sele siluthuli, siza kuvuswa ngenene na sibe kwindalo entsha?” Abo ngabo bangakholwayo eNkosini yabo! Bona ngabo baza kuqanyangelwa izandla zabo kuye kutsho ezintanyeni zabo ngamatyathanga entsimbi. Baya kuba ngabahlali baseMlilweni, baya kuhlala apho kuwo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وإن تعجب فعجب قولهم أئذا كنا ترابا أئنا لفي خلق جديد أولئك, باللغة الكسوزا

﴿وإن تعجب فعجب قولهم أئذا كنا ترابا أئنا لفي خلق جديد أولئك﴾ [الرَّعد: 5]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek