×

UAllâh Wenza umzekelo [wamadoda amabini, (enye kuwo)] likhoboka elingenagunya lakulawula nto, ukanti 16:75 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Nahl ⮕ (16:75) ayat 75 in Xhosa

16:75 Surah An-Nahl ayat 75 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Nahl ayat 75 - النَّحل - Page - Juz 14

﴿۞ ضَرَبَ ٱللَّهُ مَثَلًا عَبۡدٗا مَّمۡلُوكٗا لَّا يَقۡدِرُ عَلَىٰ شَيۡءٖ وَمَن رَّزَقۡنَٰهُ مِنَّا رِزۡقًا حَسَنٗا فَهُوَ يُنفِقُ مِنۡهُ سِرّٗا وَجَهۡرًاۖ هَلۡ يَسۡتَوُۥنَۚ ٱلۡحَمۡدُ لِلَّهِۚ بَلۡ أَكۡثَرُهُمۡ لَا يَعۡلَمُونَ ﴾
[النَّحل: 75]

UAllâh Wenza umzekelo [wamadoda amabini, (enye kuwo)] likhoboka elingenagunya lakulawula nto, ukanti (enye kuwo) ngumntu eSimnike iimbonelelo ezilungileyo ezivela kuThi, aze azichithe ezo mbonelelo (kumalizo) emfihlakalweni nasekuhleni, ingaba bayafana na? Indumiso mazibe kuAllâh! Kodwa abaninzi kubo abazi nto

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ضرب الله مثلا عبدا مملوكا لا يقدر على شيء ومن رزقناه منا, باللغة الكسوزا

﴿ضرب الله مثلا عبدا مملوكا لا يقدر على شيء ومن رزقناه منا﴾ [النَّحل: 75]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek