×

Ke kaloku (ukuba wawukhona, ubukele), wawungabona xa ilanga liphuma emqolombeni wabo ngasekunene, 18:17 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Kahf ⮕ (18:17) ayat 17 in Xhosa

18:17 Surah Al-Kahf ayat 17 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Kahf ayat 17 - الكَهف - Page - Juz 15

﴿۞ وَتَرَى ٱلشَّمۡسَ إِذَا طَلَعَت تَّزَٰوَرُ عَن كَهۡفِهِمۡ ذَاتَ ٱلۡيَمِينِ وَإِذَا غَرَبَت تَّقۡرِضُهُمۡ ذَاتَ ٱلشِّمَالِ وَهُمۡ فِي فَجۡوَةٖ مِّنۡهُۚ ذَٰلِكَ مِنۡ ءَايَٰتِ ٱللَّهِۗ مَن يَهۡدِ ٱللَّهُ فَهُوَ ٱلۡمُهۡتَدِۖ وَمَن يُضۡلِلۡ فَلَن تَجِدَ لَهُۥ وَلِيّٗا مُّرۡشِدٗا ﴾
[الكَهف: 17]

Ke kaloku (ukuba wawukhona, ubukele), wawungabona xa ilanga liphuma emqolombeni wabo ngasekunene, lize litshone, ligqitha kubo ngasekhohlo, lo gama bona babelele kwindawo ephangaleleyo. Lowo ngomnye wemiqondiso ka-Allâh. Lowo ukhokelwe nguAllâh ukhokeleke ngokulungileyo. Kodwa lowo amyekele ekulahlekeni, lowo akuyi kumfumanela mkhokeli wokumkhokelela (eNdleleni ethe Tye)

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وترى الشمس إذا طلعت تزاور عن كهفهم ذات اليمين وإذا غربت تقرضهم, باللغة الكسوزا

﴿وترى الشمس إذا طلعت تزاور عن كهفهم ذات اليمين وإذا غربت تقرضهم﴾ [الكَهف: 17]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek