×

Kwangaloo ndlela Sabavusa khon’ukuze babuzane. Omnye osisithethi kubo wathi: “Lingakanani na ithuba 18:19 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Kahf ⮕ (18:19) ayat 19 in Xhosa

18:19 Surah Al-Kahf ayat 19 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Kahf ayat 19 - الكَهف - Page - Juz 15

﴿وَكَذَٰلِكَ بَعَثۡنَٰهُمۡ لِيَتَسَآءَلُواْ بَيۡنَهُمۡۚ قَالَ قَآئِلٞ مِّنۡهُمۡ كَمۡ لَبِثۡتُمۡۖ قَالُواْ لَبِثۡنَا يَوۡمًا أَوۡ بَعۡضَ يَوۡمٖۚ قَالُواْ رَبُّكُمۡ أَعۡلَمُ بِمَا لَبِثۡتُمۡ فَٱبۡعَثُوٓاْ أَحَدَكُم بِوَرِقِكُمۡ هَٰذِهِۦٓ إِلَى ٱلۡمَدِينَةِ فَلۡيَنظُرۡ أَيُّهَآ أَزۡكَىٰ طَعَامٗا فَلۡيَأۡتِكُم بِرِزۡقٖ مِّنۡهُ وَلۡيَتَلَطَّفۡ وَلَا يُشۡعِرَنَّ بِكُمۡ أَحَدًا ﴾
[الكَهف: 19]

Kwangaloo ndlela Sabavusa khon’ukuze babuzane. Omnye osisithethi kubo wathi: “Lingakanani na ithuba nihleli (apha)?” Bathi bona: “Sihleli (mhlawumbi) imini okanye inxalenye yemini.” Bathi: “INkosi yakho yiYo Eyazi ngcono ukuba lingakanani na ithuba silapha. Ngoko ke thumelani omnye wenu aye esixekweni nemali eyingqekembe akhangele kananjalo okokuba kukuphi na okona kutya kulungileyo anokuniphathela kona, alumke kananjalo. Niqiniseke ke ukuba akukho mntu uniqaphelayo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وكذلك بعثناهم ليتساءلوا بينهم قال قائل منهم كم لبثتم قالوا لبثنا يوما, باللغة الكسوزا

﴿وكذلك بعثناهم ليتساءلوا بينهم قال قائل منهم كم لبثتم قالوا لبثنا يوما﴾ [الكَهف: 19]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek