×

Khumbulani okokuba uIbrâhîm wathi: “Nkosi yethu yenza esi sixeko ibe sisixeko sokhuseleko. 2:126 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:126) ayat 126 in Xhosa

2:126 Surah Al-Baqarah ayat 126 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 126 - البَقَرَة - Page - Juz 1

﴿وَإِذۡ قَالَ إِبۡرَٰهِـۧمُ رَبِّ ٱجۡعَلۡ هَٰذَا بَلَدًا ءَامِنٗا وَٱرۡزُقۡ أَهۡلَهُۥ مِنَ ٱلثَّمَرَٰتِ مَنۡ ءَامَنَ مِنۡهُم بِٱللَّهِ وَٱلۡيَوۡمِ ٱلۡأٓخِرِۚ قَالَ وَمَن كَفَرَ فَأُمَتِّعُهُۥ قَلِيلٗا ثُمَّ أَضۡطَرُّهُۥٓ إِلَىٰ عَذَابِ ٱلنَّارِۖ وَبِئۡسَ ٱلۡمَصِيرُ ﴾
[البَقَرَة: 126]

Khumbulani okokuba uIbrâhîm wathi: “Nkosi yethu yenza esi sixeko ibe sisixeko sokhuseleko. Unike abantu baso iziqhamo (ingakumbi) abakholwayo kuAllâh nakwiMini yokuGqibela.” UAllâh Waphendula: “Lowo ungakholwayo Ndiya kumyeka ahlale enelisekile okwethutyana, Ndize Ndimnyanzelise ukuba angene eMlilweni wokumngcungcuthekisa. Hayi ububi besiphelo solo hambo.”

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وإذ قال إبراهيم رب اجعل هذا بلدا آمنا وارزق أهله من الثمرات, باللغة الكسوزا

﴿وإذ قال إبراهيم رب اجعل هذا بلدا آمنا وارزق أهله من الثمرات﴾ [البَقَرَة: 126]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek