×

Inene ekudalweni kwamazulu nomhlaba, nasekuguqulweni kobusuku bube yimini, neenqanawa ezihamba, zinqumle iilwandle 2:164 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:164) ayat 164 in Xhosa

2:164 Surah Al-Baqarah ayat 164 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 164 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿إِنَّ فِي خَلۡقِ ٱلسَّمَٰوَٰتِ وَٱلۡأَرۡضِ وَٱخۡتِلَٰفِ ٱلَّيۡلِ وَٱلنَّهَارِ وَٱلۡفُلۡكِ ٱلَّتِي تَجۡرِي فِي ٱلۡبَحۡرِ بِمَا يَنفَعُ ٱلنَّاسَ وَمَآ أَنزَلَ ٱللَّهُ مِنَ ٱلسَّمَآءِ مِن مَّآءٖ فَأَحۡيَا بِهِ ٱلۡأَرۡضَ بَعۡدَ مَوۡتِهَا وَبَثَّ فِيهَا مِن كُلِّ دَآبَّةٖ وَتَصۡرِيفِ ٱلرِّيَٰحِ وَٱلسَّحَابِ ٱلۡمُسَخَّرِ بَيۡنَ ٱلسَّمَآءِ وَٱلۡأَرۡضِ لَأٓيَٰتٖ لِّقَوۡمٖ يَعۡقِلُونَ ﴾
[البَقَرَة: 164]

Inene ekudalweni kwamazulu nomhlaba, nasekuguqulweni kobusuku bube yimini, neenqanawa ezihamba, zinqumle iilwandle ziqulethe oko kubalulekileyo eluntwini, namanzi (emvula) uAllâh Awathumela phantsi esuka esibhakabhakeni, Avuselele umhlaba ngawo emva kokuba ubufile nezidalwa ezinyakazelayo zeendidi zonke Azithe saa (emhlabeni) nasekuvuthuzenikomoyanamafuaphakathikwesibhakabhaka nomhlaba, (konke oko) kuyimiqondiso kubantu ukuba baqiqe

❮ Previous Next ❯

ترجمة: إن في خلق السموات والأرض واختلاف الليل والنهار والفلك التي تجري في, باللغة الكسوزا

﴿إن في خلق السموات والأرض واختلاف الليل والنهار والفلك التي تجري في﴾ [البَقَرَة: 164]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek