×

Kananjalo ebantwini kukho abo bazithabathela abanye (oothixo) ngaphandle koAllâh babe ngabaphikisi, babathande 2:165 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:165) ayat 165 in Xhosa

2:165 Surah Al-Baqarah ayat 165 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 165 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿وَمِنَ ٱلنَّاسِ مَن يَتَّخِذُ مِن دُونِ ٱللَّهِ أَندَادٗا يُحِبُّونَهُمۡ كَحُبِّ ٱللَّهِۖ وَٱلَّذِينَ ءَامَنُوٓاْ أَشَدُّ حُبّٗا لِّلَّهِۗ وَلَوۡ يَرَى ٱلَّذِينَ ظَلَمُوٓاْ إِذۡ يَرَوۡنَ ٱلۡعَذَابَ أَنَّ ٱلۡقُوَّةَ لِلَّهِ جَمِيعٗا وَأَنَّ ٱللَّهَ شَدِيدُ ٱلۡعَذَابِ ﴾
[البَقَرَة: 165]

Kananjalo ebantwini kukho abo bazithabathela abanye (oothixo) ngaphandle koAllâh babe ngabaphikisi, babathande njengoko bethanda uAllâh kodwa abo bakholwayo bona bathanda uAllâh ngaphezulu (kwento yonke). Akwaba abo benza ubugwenxa bebenokukhe bajonge, babone xa beza kujongana nesohlwayo (ngaloo) Mini, baza kubona okokuba onke amandla (namagunya) ngaka-Allâh, (babone kananjalo) nokuba uAllâh Wohlwaya kabuhlungu (kangakanani na)

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ومن الناس من يتخذ من دون الله أندادا يحبونهم كحب الله والذين, باللغة الكسوزا

﴿ومن الناس من يتخذ من دون الله أندادا يحبونهم كحب الله والذين﴾ [البَقَرَة: 165]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek