×

Bayakubuza mayela nokulwa kwiiNyanga eziNgcwele69 Yithi: “Ukulwa kuzo kulugabadelo olukhulu kodwa olona 2:217 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:217) ayat 217 in Xhosa

2:217 Surah Al-Baqarah ayat 217 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 217 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿يَسۡـَٔلُونَكَ عَنِ ٱلشَّهۡرِ ٱلۡحَرَامِ قِتَالٖ فِيهِۖ قُلۡ قِتَالٞ فِيهِ كَبِيرٞۚ وَصَدٌّ عَن سَبِيلِ ٱللَّهِ وَكُفۡرُۢ بِهِۦ وَٱلۡمَسۡجِدِ ٱلۡحَرَامِ وَإِخۡرَاجُ أَهۡلِهِۦ مِنۡهُ أَكۡبَرُ عِندَ ٱللَّهِۚ وَٱلۡفِتۡنَةُ أَكۡبَرُ مِنَ ٱلۡقَتۡلِۗ وَلَا يَزَالُونَ يُقَٰتِلُونَكُمۡ حَتَّىٰ يَرُدُّوكُمۡ عَن دِينِكُمۡ إِنِ ٱسۡتَطَٰعُواْۚ وَمَن يَرۡتَدِدۡ مِنكُمۡ عَن دِينِهِۦ فَيَمُتۡ وَهُوَ كَافِرٞ فَأُوْلَٰٓئِكَ حَبِطَتۡ أَعۡمَٰلُهُمۡ فِي ٱلدُّنۡيَا وَٱلۡأٓخِرَةِۖ وَأُوْلَٰٓئِكَ أَصۡحَٰبُ ٱلنَّارِۖ هُمۡ فِيهَا خَٰلِدُونَ ﴾
[البَقَرَة: 217]

Bayakubuza mayela nokulwa kwiiNyanga eziNgcwele69 Yithi: “Ukulwa kuzo kulugabadelo olukhulu kodwa olona (lugabadelo) lugqithileyo ngokuka-Allâh kukuthintela abantu ukuba bangalandeli iNdlela ka-Allâh, ukungakholwa kuYe, ukuthintela (abantu ukuba bangabi) nakungena kwiMasjid eNgcwele nokugxotha abahlali bayo nonqulo zithixo. Oko kubi ngakumbi kunokubulala. Kananjalo abasokuze bayeke ukunilwa de banikhuphe enkolweni yenu ukuba bebenako. Nabani na kuni othe wakreqa enkolweni yakhe aze afe esengongakholwayo, lowo izenzo zakhe ziya kulahleka kobu bomi nakuBomi oBuzayo, kwaye baya kuba ngabahlali baseMlilweni, Baze bahlale apho ngonaphakade

❮ Previous Next ❯

ترجمة: يسألونك عن الشهر الحرام قتال فيه قل قتال فيه كبير وصد عن, باللغة الكسوزا

﴿يسألونك عن الشهر الحرام قتال فيه قل قتال فيه كبير وصد عن﴾ [البَقَرَة: 217]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek