×

Ukuba nithe nahlukana nabo ningakhanga nada nabachukumisa (ngokwesondo) nibe sele niwubekile (umlinganiselo) 2:237 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:237) ayat 237 in Xhosa

2:237 Surah Al-Baqarah ayat 237 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 237 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿وَإِن طَلَّقۡتُمُوهُنَّ مِن قَبۡلِ أَن تَمَسُّوهُنَّ وَقَدۡ فَرَضۡتُمۡ لَهُنَّ فَرِيضَةٗ فَنِصۡفُ مَا فَرَضۡتُمۡ إِلَّآ أَن يَعۡفُونَ أَوۡ يَعۡفُوَاْ ٱلَّذِي بِيَدِهِۦ عُقۡدَةُ ٱلنِّكَاحِۚ وَأَن تَعۡفُوٓاْ أَقۡرَبُ لِلتَّقۡوَىٰۚ وَلَا تَنسَوُاْ ٱلۡفَضۡلَ بَيۡنَكُمۡۚ إِنَّ ٱللَّهَ بِمَا تَعۡمَلُونَ بَصِيرٌ ﴾
[البَقَرَة: 237]

Ukuba nithe nahlukana nabo ningakhanga nada nabachukumisa (ngokwesondo) nibe sele niwubekile (umlinganiselo) wemahr, nohlawula isiqingatha sayo, ngaphandle kokuba bona bayavuma ukuyiyeka okanye yona (indoda) umtshato lowo usezandleni zayo, iyavuma ukuyiyeka imnike ixabiso elipheleleyo lemahr ebekuvunyelwene ngayo. Kwaye ukuyiyeka amnike ixabiso elipheleleyo kusondele kubunyulu. Kananjalo ningakulibali ukuba nesisa phakathi kwenu. Inene uAllâh Ukubona konke oko nikwenzayo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وإن طلقتموهن من قبل أن تمسوهن وقد فرضتم لهن فريضة فنصف ما, باللغة الكسوزا

﴿وإن طلقتموهن من قبل أن تمسوهن وقد فرضتم لهن فريضة فنصف ما﴾ [البَقَرَة: 237]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek