×

Uthe uTâlût akuphuma nomkhosi, wathi: “Inene uAllâh Uza kunivavanya emlanjeni. Ke lowo 2:249 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:249) ayat 249 in Xhosa

2:249 Surah Al-Baqarah ayat 249 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 249 - البَقَرَة - Page - Juz 2

﴿فَلَمَّا فَصَلَ طَالُوتُ بِٱلۡجُنُودِ قَالَ إِنَّ ٱللَّهَ مُبۡتَلِيكُم بِنَهَرٖ فَمَن شَرِبَ مِنۡهُ فَلَيۡسَ مِنِّي وَمَن لَّمۡ يَطۡعَمۡهُ فَإِنَّهُۥ مِنِّيٓ إِلَّا مَنِ ٱغۡتَرَفَ غُرۡفَةَۢ بِيَدِهِۦۚ فَشَرِبُواْ مِنۡهُ إِلَّا قَلِيلٗا مِّنۡهُمۡۚ فَلَمَّا جَاوَزَهُۥ هُوَ وَٱلَّذِينَ ءَامَنُواْ مَعَهُۥ قَالُواْ لَا طَاقَةَ لَنَا ٱلۡيَوۡمَ بِجَالُوتَ وَجُنُودِهِۦۚ قَالَ ٱلَّذِينَ يَظُنُّونَ أَنَّهُم مُّلَٰقُواْ ٱللَّهِ كَم مِّن فِئَةٖ قَلِيلَةٍ غَلَبَتۡ فِئَةٗ كَثِيرَةَۢ بِإِذۡنِ ٱللَّهِۗ وَٱللَّهُ مَعَ ٱلصَّٰبِرِينَ ﴾
[البَقَرَة: 249]

Uthe uTâlût akuphuma nomkhosi, wathi: “Inene uAllâh Uza kunivavanya emlanjeni. Ke lowo uthe wasela apho akayi kuba kunye nam. Othe akawangcamla kwa-ukuwangcamla (amanzi), lowo ukunye nam, ngaphandle kwalowo uwasele ngokuwakhongozela ngesandla”. Kodwa basela apho bonke ngaphandle kwabambalwa kubo. Ekuwuweleni kwakhe (umlambo lowo), yena nabo babekholwa kunye naye bathi: “Asinamandla namhlanje ngokuchasene noJâlût (uGoliyati) nemikhosi yakhe”. Kodwa abo babesazi ngokuqinisekileyo okokuba baza kuhlangana neNkosi yabo, bathi: “Kukangaphi na iqela elincinane lisoyisa umkhosi omkhulu onamandla ngemvume ka-Allâh?” UAllâh Ukunye nabo banomonde

❮ Previous Next ❯

ترجمة: فلما فصل طالوت بالجنود قال إن الله مبتليكم بنهر فمن شرب منه, باللغة الكسوزا

﴿فلما فصل طالوت بالجنود قال إن الله مبتليكم بنهر فمن شرب منه﴾ [البَقَرَة: 249]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek