×

Emva koko, iintliziyo zenu zaba lukhuni zanga zingamatye okanye ngaphezulu nasematyeni. Kuba 2:74 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Baqarah ⮕ (2:74) ayat 74 in Xhosa

2:74 Surah Al-Baqarah ayat 74 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Baqarah ayat 74 - البَقَرَة - Page - Juz 1

﴿ثُمَّ قَسَتۡ قُلُوبُكُم مِّنۢ بَعۡدِ ذَٰلِكَ فَهِيَ كَٱلۡحِجَارَةِ أَوۡ أَشَدُّ قَسۡوَةٗۚ وَإِنَّ مِنَ ٱلۡحِجَارَةِ لَمَا يَتَفَجَّرُ مِنۡهُ ٱلۡأَنۡهَٰرُۚ وَإِنَّ مِنۡهَا لَمَا يَشَّقَّقُ فَيَخۡرُجُ مِنۡهُ ٱلۡمَآءُۚ وَإِنَّ مِنۡهَا لَمَا يَهۡبِطُ مِنۡ خَشۡيَةِ ٱللَّهِۗ وَمَا ٱللَّهُ بِغَٰفِلٍ عَمَّا تَعۡمَلُونَ ﴾
[البَقَرَة: 74]

Emva koko, iintliziyo zenu zaba lukhuni zanga zingamatye okanye ngaphezulu nasematyeni. Kuba eneneni akhona amatye ekumpompoza imithombo kuwo.Kanti akhona namanye kuwo aye ahlukane kubini khon’ukuze kumpompoze amanzi kuwo, kanti ngenene akhona namanye aye awe phantsi ngenxa yokoyika uAllâh. Yaye sanukucinga ukuba uAllâh Akakwazi oko nikwenzayo

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ثم قست قلوبكم من بعد ذلك فهي كالحجارة أو أشد قسوة وإن, باللغة الكسوزا

﴿ثم قست قلوبكم من بعد ذلك فهي كالحجارة أو أشد قسوة وإن﴾ [البَقَرَة: 74]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek