×

Ke kaloku udade wenu ukuhamba kwakhe wathi: ‘Ndinganikhombisa na umntu onokunigcinela yena 20:40 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Ta-Ha ⮕ (20:40) ayat 40 in Xhosa

20:40 Surah Ta-Ha ayat 40 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Ta-Ha ayat 40 - طه - Page - Juz 16

﴿إِذۡ تَمۡشِيٓ أُخۡتُكَ فَتَقُولُ هَلۡ أَدُلُّكُمۡ عَلَىٰ مَن يَكۡفُلُهُۥۖ فَرَجَعۡنَٰكَ إِلَىٰٓ أُمِّكَ كَيۡ تَقَرَّ عَيۡنُهَا وَلَا تَحۡزَنَۚ وَقَتَلۡتَ نَفۡسٗا فَنَجَّيۡنَٰكَ مِنَ ٱلۡغَمِّ وَفَتَنَّٰكَ فُتُونٗاۚ فَلَبِثۡتَ سِنِينَ فِيٓ أَهۡلِ مَدۡيَنَ ثُمَّ جِئۡتَ عَلَىٰ قَدَرٖ يَٰمُوسَىٰ ﴾
[طه: 40]

Ke kaloku udade wenu ukuhamba kwakhe wathi: ‘Ndinganikhombisa na umntu onokunigcinela yena (umntwana)?’ Sakubuyisela kanjalo ke kumama wakho, khon’ukuze apholise amehlo akhe angakhathazeki. Wena ke wabulala umntu, kodwa Sakusindisa Thina kwimbandezelo enkulu Sakuvavanya ngovavanyo olukhulu. Wena wahlala iqela leminyaka nabantu bakwaMidiyan waza weza apha ngexesha elimisiweyo eNdalimisela wena Mûsâ

❮ Previous Next ❯

ترجمة: إذ تمشي أختك فتقول هل أدلكم على من يكفله فرجعناك إلى أمك, باللغة الكسوزا

﴿إذ تمشي أختك فتقول هل أدلكم على من يكفله فرجعناك إلى أمك﴾ [طه: 40]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek