×

Ke kaloku kubafazi abasele begqithile kwixabiso lokuya exesheni abangasenamdla wakutshata akukho gxeke 24:60 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Nur ⮕ (24:60) ayat 60 in Xhosa

24:60 Surah An-Nur ayat 60 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Nur ayat 60 - النور - Page - Juz 18

﴿وَٱلۡقَوَٰعِدُ مِنَ ٱلنِّسَآءِ ٱلَّٰتِي لَا يَرۡجُونَ نِكَاحٗا فَلَيۡسَ عَلَيۡهِنَّ جُنَاحٌ أَن يَضَعۡنَ ثِيَابَهُنَّ غَيۡرَ مُتَبَرِّجَٰتِۭ بِزِينَةٖۖ وَأَن يَسۡتَعۡفِفۡنَ خَيۡرٞ لَّهُنَّۗ وَٱللَّهُ سَمِيعٌ عَلِيمٞ ﴾
[النور: 60]

Ke kaloku kubafazi abasele begqithile kwixabiso lokuya exesheni abangasenamdla wakutshata akukho gxeke kubo ngokubeka bucala iingubo zabo abazithi wambu ngaphezulu xa [bephuma ngaphandle kwemizi yabo (kodwa)] mabangabonisi ngezihombiso zabo. Ngenxa yokuzihlonipha mabangakwenzi oko. kokona kulungileyo oko kubo. Yaye uAllâh Uyeva, Uyazi

❮ Previous Next ❯

ترجمة: والقواعد من النساء اللاتي لا يرجون نكاحا فليس عليهن جناح أن يضعن, باللغة الكسوزا

﴿والقواعد من النساء اللاتي لا يرجون نكاحا فليس عليهن جناح أن يضعن﴾ [النور: 60]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek