×

Akukho tyala koyimfama kungekho tyala nakosisilima kungekho tyala nakogulayo kanti nakuni buqu 24:61 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Nur ⮕ (24:61) ayat 61 in Xhosa

24:61 Surah An-Nur ayat 61 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Nur ayat 61 - النور - Page - Juz 18

﴿لَّيۡسَ عَلَى ٱلۡأَعۡمَىٰ حَرَجٞ وَلَا عَلَى ٱلۡأَعۡرَجِ حَرَجٞ وَلَا عَلَى ٱلۡمَرِيضِ حَرَجٞ وَلَا عَلَىٰٓ أَنفُسِكُمۡ أَن تَأۡكُلُواْ مِنۢ بُيُوتِكُمۡ أَوۡ بُيُوتِ ءَابَآئِكُمۡ أَوۡ بُيُوتِ أُمَّهَٰتِكُمۡ أَوۡ بُيُوتِ إِخۡوَٰنِكُمۡ أَوۡ بُيُوتِ أَخَوَٰتِكُمۡ أَوۡ بُيُوتِ أَعۡمَٰمِكُمۡ أَوۡ بُيُوتِ عَمَّٰتِكُمۡ أَوۡ بُيُوتِ أَخۡوَٰلِكُمۡ أَوۡ بُيُوتِ خَٰلَٰتِكُمۡ أَوۡ مَا مَلَكۡتُم مَّفَاتِحَهُۥٓ أَوۡ صَدِيقِكُمۡۚ لَيۡسَ عَلَيۡكُمۡ جُنَاحٌ أَن تَأۡكُلُواْ جَمِيعًا أَوۡ أَشۡتَاتٗاۚ فَإِذَا دَخَلۡتُم بُيُوتٗا فَسَلِّمُواْ عَلَىٰٓ أَنفُسِكُمۡ تَحِيَّةٗ مِّنۡ عِندِ ٱللَّهِ مُبَٰرَكَةٗ طَيِّبَةٗۚ كَذَٰلِكَ يُبَيِّنُ ٱللَّهُ لَكُمُ ٱلۡأٓيَٰتِ لَعَلَّكُمۡ تَعۡقِلُونَ ﴾
[النور: 61]

Akukho tyala koyimfama kungekho tyala nakosisilima kungekho tyala nakogulayo kanti nakuni buqu (akukho tyala) ukuba nidla ezindlwini zenu okanye kwizindlu zootata benu okanye kwizindlu zoomama benu okanye kwizindlu zabantakwenu, okanye kwizindlu zoodadewenu okanye kwizindluzoobawokazibenu,okanyekwizindluzoodadobawo benu, okanye kwizindlu zoomalume benu, okanye kwizindlu zoomakazi benu, okanye kwizindlu izitshixo zazo zikuni (okanye kwizindlu) zabahlobo benu. Akukho sono kuni nokuba nidla kunye na okanye ngokwahlukeneyo na. Kodwa xa ningena ezindlwini, bulisanani ngombuliso woxolo4 umbuliso ovela kuAllâh, osikelelekileyo nolungileyo. Wenza njalo ke uAllâh ukucacisa iiVesi zaKhe kuni khon’ukuze niqonde

❮ Previous Next ❯

ترجمة: ليس على الأعمى حرج ولا على الأعرج حرج ولا على المريض حرج, باللغة الكسوزا

﴿ليس على الأعمى حرج ولا على الأعرج حرج ولا على المريض حرج﴾ [النور: 61]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek