×

Akuyi kuba sisono kuwo (amakhosikazi oMprofeti) ukuba avela engazigqumanga phambi kooyise bawo, 33:55 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Ahzab ⮕ (33:55) ayat 55 in Xhosa

33:55 Surah Al-Ahzab ayat 55 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Ahzab ayat 55 - الأحزَاب - Page - Juz 22

﴿لَّا جُنَاحَ عَلَيۡهِنَّ فِيٓ ءَابَآئِهِنَّ وَلَآ أَبۡنَآئِهِنَّ وَلَآ إِخۡوَٰنِهِنَّ وَلَآ أَبۡنَآءِ إِخۡوَٰنِهِنَّ وَلَآ أَبۡنَآءِ أَخَوَٰتِهِنَّ وَلَا نِسَآئِهِنَّ وَلَا مَا مَلَكَتۡ أَيۡمَٰنُهُنَّۗ وَٱتَّقِينَ ٱللَّهَۚ إِنَّ ٱللَّهَ كَانَ عَلَىٰ كُلِّ شَيۡءٖ شَهِيدًا ﴾
[الأحزَاب: 55]

Akuyi kuba sisono kuwo (amakhosikazi oMprofeti) ukuba avela engazigqumanga phambi kooyise bawo, okanye oonyana bawo, okanye kubanakwawo, okanye koonyana babanakwawo, okanye oonyana boodade wabo okanye kubafazi bawo abakholwayo, okanye kumakhobokazana wawo kananjalo nina yoyikani uAllâh inene uAllâh UliNgqina ngaphezulu kwezinto zonke

❮ Previous Next ❯

ترجمة: لا جناح عليهن في آبائهن ولا أبنائهن ولا إخوانهن ولا أبناء إخوانهن, باللغة الكسوزا

﴿لا جناح عليهن في آبائهن ولا أبنائهن ولا إخوانهن ولا أبناء إخوانهن﴾ [الأحزَاب: 55]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek