×

Ukuba ninoloyiko lokuba hleze ningakwazi ukuphathisana neenkedama eziziintombi ngobulungisa, tshatani ke ngoko 4:3 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah An-Nisa’ ⮕ (4:3) ayat 3 in Xhosa

4:3 Surah An-Nisa’ ayat 3 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah An-Nisa’ ayat 3 - النِّسَاء - Page - Juz 4

﴿وَإِنۡ خِفۡتُمۡ أَلَّا تُقۡسِطُواْ فِي ٱلۡيَتَٰمَىٰ فَٱنكِحُواْ مَا طَابَ لَكُم مِّنَ ٱلنِّسَآءِ مَثۡنَىٰ وَثُلَٰثَ وَرُبَٰعَۖ فَإِنۡ خِفۡتُمۡ أَلَّا تَعۡدِلُواْ فَوَٰحِدَةً أَوۡ مَا مَلَكَتۡ أَيۡمَٰنُكُمۡۚ ذَٰلِكَ أَدۡنَىٰٓ أَلَّا تَعُولُواْ ﴾
[النِّسَاء: 3]

Ukuba ninoloyiko lokuba hleze ningakwazi ukuphathisana neenkedama eziziintombi ngobulungisa, tshatani ke ngoko abafazi enibathandileyo, ngambini okanye ngantathu okanye ngane; kodwa ukuba ninoloyiko lokuba hleze ningabaphathi ngobulungisa, makabe mnye kuphela okanye abo izandla zenu zokunene zibabambileyo2. Oko kusondele ekunithinteleni ningenzi intswela bulungisa

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وإن خفتم ألا تقسطوا في اليتامى فانكحوا ما طاب لكم من النساء, باللغة الكسوزا

﴿وإن خفتم ألا تقسطوا في اليتامى فانكحوا ما طاب لكم من النساء﴾ [النِّسَاء: 3]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek