×

Ke kaloku ukuba ngaba amaqela amabini angamakholwa ayalwa, yenzani uxolelwaniso phakathi kwawo 49:9 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-hujurat ⮕ (49:9) ayat 9 in Xhosa

49:9 Surah Al-hujurat ayat 9 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-hujurat ayat 9 - الحُجُرَات - Page - Juz 26

﴿وَإِن طَآئِفَتَانِ مِنَ ٱلۡمُؤۡمِنِينَ ٱقۡتَتَلُواْ فَأَصۡلِحُواْ بَيۡنَهُمَاۖ فَإِنۢ بَغَتۡ إِحۡدَىٰهُمَا عَلَى ٱلۡأُخۡرَىٰ فَقَٰتِلُواْ ٱلَّتِي تَبۡغِي حَتَّىٰ تَفِيٓءَ إِلَىٰٓ أَمۡرِ ٱللَّهِۚ فَإِن فَآءَتۡ فَأَصۡلِحُواْ بَيۡنَهُمَا بِٱلۡعَدۡلِ وَأَقۡسِطُوٓاْۖ إِنَّ ٱللَّهَ يُحِبُّ ٱلۡمُقۡسِطِينَ ﴾
[الحُجُرَات: 9]

Ke kaloku ukuba ngaba amaqela amabini angamakholwa ayalwa, yenzani uxolelwaniso phakathi kwawo omabini. Kodwa ukuba elinye kuwo lenza ugabadelo kwelinye, yilwani nelo lenza ugabadelo de libuyele emgaqweni ka- Allâh. Ukuba liyabuyela ke yenzani uxolelwaniso phakathi kwawo ngokusebulungiseni, (nani) nenze ngokobulungisa ngokuba uAllâh Uyabathanda abo banobulungisa

❮ Previous Next ❯

ترجمة: وإن طائفتان من المؤمنين اقتتلوا فأصلحوا بينهما فإن بغت إحداهما على الأخرى, باللغة الكسوزا

﴿وإن طائفتان من المؤمنين اقتتلوا فأصلحوا بينهما فإن بغت إحداهما على الأخرى﴾ [الحُجُرَات: 9]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek