×

Yabonani uAllâh Uya kuthi (ngomhla woVuko): “Hini na ‘Isâ nyana ka Maryam! 5:110 Xhosa translation

Quran infoXhosaSurah Al-Ma’idah ⮕ (5:110) ayat 110 in Xhosa

5:110 Surah Al-Ma’idah ayat 110 in Xhosa (الكسوزا)

Quran with Xhosa translation - Surah Al-Ma’idah ayat 110 - المَائدة - Page - Juz 7

﴿إِذۡ قَالَ ٱللَّهُ يَٰعِيسَى ٱبۡنَ مَرۡيَمَ ٱذۡكُرۡ نِعۡمَتِي عَلَيۡكَ وَعَلَىٰ وَٰلِدَتِكَ إِذۡ أَيَّدتُّكَ بِرُوحِ ٱلۡقُدُسِ تُكَلِّمُ ٱلنَّاسَ فِي ٱلۡمَهۡدِ وَكَهۡلٗاۖ وَإِذۡ عَلَّمۡتُكَ ٱلۡكِتَٰبَ وَٱلۡحِكۡمَةَ وَٱلتَّوۡرَىٰةَ وَٱلۡإِنجِيلَۖ وَإِذۡ تَخۡلُقُ مِنَ ٱلطِّينِ كَهَيۡـَٔةِ ٱلطَّيۡرِ بِإِذۡنِي فَتَنفُخُ فِيهَا فَتَكُونُ طَيۡرَۢا بِإِذۡنِيۖ وَتُبۡرِئُ ٱلۡأَكۡمَهَ وَٱلۡأَبۡرَصَ بِإِذۡنِيۖ وَإِذۡ تُخۡرِجُ ٱلۡمَوۡتَىٰ بِإِذۡنِيۖ وَإِذۡ كَفَفۡتُ بَنِيٓ إِسۡرَٰٓءِيلَ عَنكَ إِذۡ جِئۡتَهُم بِٱلۡبَيِّنَٰتِ فَقَالَ ٱلَّذِينَ كَفَرُواْ مِنۡهُمۡ إِنۡ هَٰذَآ إِلَّا سِحۡرٞ مُّبِينٞ ﴾
[المَائدة: 110]

Yabonani uAllâh Uya kuthi (ngomhla woVuko): “Hini na ‘Isâ nyana ka Maryam! Khumbula uBabalo lwaM Kuwe nakumama wakho, xa Ndakuxhasayo ngoMoya oyiNgcwele khon’ukuze uthethe nabantu useyimveku, nasekubhadleni kwakho; naxa Ndakufundisa ukubhala, nobulumko, (namandla okuqiqa) iTorah, neInjîl, naxa wenza umfuziselo Wentaka ngodongwe, ngeMvume yaM, wayiphefumlela, yaba yintaka ngeMvume yaM, Waphilisa abazelwe beziimfama nabaneqhenqa ngeMvume yaM, naxa wavusa abafileyo ngeMvume yaM, naxa Ndabamba aBantwana bakwaSirayeli (ukuba bangafikeleli) kuwe njengoko wafika kubo nemiqondiso ecacileyo, baza abangakholwayo phakathi kwabo bathi: ‘Oku akunto yimbi ngaphandle kwemilingo ecacileyo’

❮ Previous Next ❯

ترجمة: إذ قال الله ياعيسى ابن مريم اذكر نعمتي عليك وعلى والدتك إذ, باللغة الكسوزا

﴿إذ قال الله ياعيسى ابن مريم اذكر نعمتي عليك وعلى والدتك إذ﴾ [المَائدة: 110]

❮ Previous Next ❯

Verse in more languages

Transliteration Bangla Bosnian German English Persian French Hindi Indonesian Kazakh Dutch Russian Spanish Turkish Urdu Uzbek